News
IYE YARHOXISWA INTETHO YOHLAHLO LWABIWO MALI
Irhoxisiwe intetho yohlahlo lwabiwo mali yomphathiswa wezezimali ebekulindelwe ngabomvu uEnoch Godongwana. Isithethi seNdlu yoWiso-mthetho uThoko Didiza…
INGXELO YOMPHICOTHI ZINCWADI IZOBE UMFANEKISO OMFILIBA NGE BCMM
Ingxelo yoMphicothi-zincwadi Jikelele izobe umfanekiso omfiliba nombi ngoMasipala oMbaxa we-ANC waseBuffalo City. Lo masipala, oquka idolophu…
KUBHUBHE ABANTU KUDUBULWANO LWABARHANELWA NAMAPOLISA
Bangaphezu kwesihlanu abantu ababulewe kukudubulana kwamapolisa nabarhanelwa kuhola wendlela uN2 ngakuNdabakazi eGcuwa ngenjikalanga yangoLwesine, umhla wamashumi…
“IINTLIZIYO ZETHU ZIBUHLUNGU NGESIKOLO SABANTWANA BETHU”
Abazali kwilali yaseTyhusha eQonce, bathi banqwenela ukuba iSebe lezeMfundo lingajonga iinkalo zonke phambi kokuthatha isigqibo malunga…
YOUNG LIVES LOST IN LUSIKISIKI FLOOD DISASTER
LUSIKISIKI- The Eastern Cape Department of Education is reeling from the heartbreaking news of the untimely…
TAXI OWNER GETS LIFE IMPRISONMENT FOR RAPE
QUMBU-A six-year reign of terror perpetrated by taxi owner Mzoxolo Zozi has finally been brought to…
WORLD’s FIRST OPENLY GAY IMAN SHOT DEAD
GQEBERHA- Muhsin Hendricks renowned as the world’s first openly gay imam, was fatally shot over the…
BEBEVELE ENKUNDLENI ABATYHOLWA NGOKUBULALA ISININZI E-LUSIKISIKI
Ukubanjwa komrhanelwa wesibhozo kwityala lembubhiso yaseLusikisiki kukhokelele ekubeni kulibaziseke ngakumbi ukuqalisa kwetyala. Iqela lamadoda atyholwa ngokubulala…
ABAXHAMLI BESIBONELELO SIKARHULUMENTE KWELI BEBEXAKIWE YINKQUBO YAMAKHADI
Abaxhamli besibonelelo sika-SASSA, abasele befolele iiyure ezininzi, bavakalise unxunguphalo lwabo malunga nokulibaziseka abakufumanayo ukuzama ukutshintsha amakhadi…
LIGUTYUNGELWE SISIFO SOMLOMO NENYAWO IPHONDO LA KWA-ZULU NATAL
Linyuke laya kutsho kwikhulu elinesixhenxe inani labantu abagula sisifo sezandla, unyawo nomlomo KwaZulu-Natal, ngokwengxelo yesebe lezempilo…