UGUTYWE IMIHLATHI NGEMBUMBULU WAYAKUHLABA NGENCUMA KWINGQATHANE ZEBHOKHWE

 Liye lagqekreza izulu lezandla ngomhla we-13 kweyeKhala 2026, kwilali yaseSebeni, ngakwaMncane, kwisithuba sentsimbi yesihlanu(17:00) emalanga. Abazibonele…

UPeach udutyulwe emin’ ilanga lihlab’ umhlaba eMonti izolo!

“Noko bekungafanelekanga ukuba ubulewe kanje, okwenja, ngeloxesha ebenosapho – umama wakhe nomntwana wakhe – bebesamlindile kowabo,”…

IBULEWE NGOKUNGENALUSINI INKONDEKAZI KWIPHONDO LEMPUMA KOLONI

Ixhegwazana elinamashumi asixhenxe anesihlanu (75) libulewe kwilali yasengcobo emva kokutyholwa ngokuthakatha. Amapolisa athi amalungu osapho lwakhe…

One of eight EC escapees found sleeping at his aunt’s house

 Eastern Cape police have confirmed the rearrest of one of the men who escaped from Afsondering Police…

KUBANJWE ISIBINI NGEZITYHOLO ZOKUHLUKUMEZA UMNTWANA EMPUMALANGA

Isibini kulindeleke ukuba sivele kwiNkundla kaMantyi e-Ogies eMpumalanga ngoLwesine ngezityholo zokuqeqesha umntwana kunye nokudlwengula ngokusemthethweni, ezibandakanya…

IPOLISA LASETYHINI LILWELE UBOM BALO KUMADODA AMABINI

Kutyholwa ukuba ngeCawe, umhla wesine kweyoMqungu kulo ka 2026 ngezithuba ingamashumi amabini ibethile intsimbi yesihlanu, amadoda…

UBUNGQINA BUBONAKALA BUBHEKA LE NALE KWITYALA LIKA MEYIWA

Indoda ebanga ukuba ibibambe indibano kwihostele yaseVosloorus ngobusuku awabulawa ngabo uSenzo Meyiwa iyayikhaba ngaw’ omane inguqulelo…

UVELE PHAMBI KOMANTYI NATYHOLWA NABO UMALUSI GIGABA

Owayesakuba ngumphathiswa wamashishini oluntu nokwangusihlalo okhoyo wepalamente uMalusi Gigaba, uvele phambi kwenkundla kamantyi yase Palm Ridge…

Utata odlwengule intombi yakhe ephazamiseke engqondweni ugwetywe ubomi

Iza kuchitha ubomi bayo bonke ejele indoda (39) yelali yaseJoveleni, eHeshele, neye yavuma phambi kweNkundla yamaTyala…

LIYAQHUBA ITYALA LIKA DUDUZILE KWINKUNDLA YASETHEKWINI

Kulindeleke ukuba amanye amangqina athathe inxaxheba kwityala likaDuduzile Zuma-Sambudla. Inkundla ive ukuba intombi yowayesakuba ngumongameli uJacob…