Senegal izakube ikhona kumdlalo wokugqibela we Afcon 

USadio Mane ubethe i-Egypt ngeqaku elinye eqandeni kumdlalo onzima wamagqibela kankqoyi weshumi elinesibini kwimizuzu elishumi elinesibini…

Bayanda Walaza: We must back Akani Simbine in flying the SA flag

Simbine has been a model of consistency for more than a decade, regularly reaching finals at…

PHELAPHELA NGANTSOMI KUMZANTSI AFRIKA NE AFCON

Ukuqubisana koMzantsi Afrika kwi-Africa Cup of Nations (AFCON) eMorocco kufikelele esiphelweni esidanisayo.   Iintshatsheli ze-AFCON izihlandlo ezihlanu,…

Kuthiwa liqaqambile ikamva likaKuse noxa ebethwe nguJerusalem!

Inconyiwe imbethimanqindi yaseMzantsi Afrika nangona ingakwazanga ukubuya nempumelelo emdlalweni wakutshanje. USiyakholwa Kuse ubuyele ekhaya entywizisa emva…

ULucas Radebe uthi abantu mabazixhase izigqibo zikaBroos malunga nokukhetha iqela lesizwe.

ULucas Radebe ubongoze abantu baseMzantsi Afrika ukuba bahloniphe kwaye baxhase izigqibo zomqeqeshi waBafana Bafana uHugo Broos…

Zungu: I wanted to buy Orlando Pirates but it was not available for sale

AmaZulu FC chairman Sandile Zungu says he would have loved to buy Orlando Pirates but couldn’t…

Inye ingxaki ejamele iChippa United eduda ndawonye kwiBetway Premiership

Izinto azide zihlangane kakuhle kwiChippa United. Zintathu iinyanga izama ukusukela oko kwaqala isizini eqhubekayo. Nangona abaphathi…

Abethe iintak’ezimbini ngelitye elinye Ababhokobhoko emdlalweni odlulileyo!

Kuthe qabu ebantwini abaninzi abalandela umbhoxo emva kokuba uMzantsi Afrika uphumelele umdlalo obalulekileyo. Amabhokobhoko aquthise iFrance…

Ayikho indawo kaThembinkosi Lorch kwiqela lesizwe, utsho uHugo BroosEzemidlalo

Njengokuba abadlali begxeleshe ukufumana iindawo kwiqela lesizwe eliza kuya kwiAfrica Cup of Nations nakwiFIFA World Cup,…

Isonjululwe ingxaki ebikhonkxe umqeqeshi waBanyana Banyana!

Ingxaki ebiphakathi kukaDesiree Ellis neSouth African Football Association (Safa) isonjululwe. Emva kokuba umqeqeshi etshitshilize ithuntyana ngenxa…