Opinion
Correctional Services ready to take over Mangaung Correctional Centre
The privately-managed correctional centres in the Free State will be taken over by the State, with the Portfolio Committee on Correctional Services being assured that the Department of Correctional Services…

Latest News
ABAQHUBI BEZITHUTHI BAZAKUDAKUMBA KULE KAWAYODLOKOVA INYANGA
Kubonakala ukuba abaqhubi beemoto bazophoxeka kwinyanga yoMnga kungekho kuthotywa kwexabiso lepetroli kulindeleke. Ngokweenkcukacha zamva nje zeCentral Energy Fund, ixabiso lepetroli liya kunyuka phakathi kwamashumi amabini kunye namashumi amabini anesihlani yeesenti…
Sports News
Kuthiwa liqaqambile ikamva likaKuse noxa ebethwe nguJerusalem!
Inconyiwe imbethimanqindi yaseMzantsi Afrika nangona ingakwazanga ukubuya nempumelelo emdlalweni wakutshanje. USiyakholwa Kuse ubuyele ekhaya entywizisa emva kokubethwa ngamanqaku nguMelvin Jerusalem emlweni obubanjelwe eQuezon City, ePhilippines, kwiveki ephelileyo. Emva kwemijikelo elishumi…
Entertainment News
Qhawekazi: ‘Ingathi ndiphumelele iNdebe yeHlabathi’
“Ukuba ndithetha inyani, kuvakala ngathi ndiphumelele iNdebe yeHlabathi,” la ngamazwi kaQhawekazi Mazaleni, 24, osandul’ ukuthweswa isithsaba sikaMiss South Africa, ebalisa ngochulumanco lwakhe. UQhawe uthweswe isithsaba sikaMiss South Africa 2025 kukhuphiswano…