AmaPolisa aseLusikisiki ahlab’ ikhwelo kuluntu lwala mmandla neziphaluka olulahlekelwe ngumntu lutsalele isikhululo saseLusikisiki. Oku kuza emva…
Crime
LIMISELWE IVEKI EZAYO USUKU LOKUVA NGEBHEYILE KWABO BATYHOLWA NGOKUHLUKUMEZA NGOKWESONDO INKWENKWANA ELISHUMI ELINANYE
UZiphozethu Faltein kunye noSisipho Tikane babanjwe ngoLwesibini eOrange Grove, kufutshane nesikhululo seenqwelomoya. Umbuso utyhola ngelithi la…
UPHANDO LUYAQHUBA EMVA KOKUBA UBROWN MOGOTSI EYE WABHUNGCA KWIIMBUMBULU
Amapolisa aphanda ekutyholwa ukuba lilinge lokubulala uBrown Mogotsi ukuba ayenziwanga ngebom kusini na. Oku kusemva kokuba…
USINDE CHEBETYU EKUFENI I BROWN MOGOTSI
Usomashishini obenengxoxo-mpikiswano nonxulumene nezopolitiko uBrown Mogotsi usinde ekudutyulweni eVosloorus e-East Randi phezolo. Kukholeleka ukuba amadoda angaziwayo…
Inkosikazi eyafuna umsebenzi ngesatifikethi somgunyathi sikaGrade 12 iza kuvela enkundleni eQonce
Kulindeleke ukuba avele kwakhona phambi koMantyi waseQonce obeligosa leSebe lezoThutho, uPhilela Angela Tafeni (29), ojongene nezityholo…
Umfundi waseNMU ohlatywe wabulawa ebesenza unyaka wesithathu
Umfundi waseNMU ohlatywe wabulawa ebesenza unyaka wesithathuUmfundi, 24, ohlatywe wabulawa ngomnye, 26, ngentseni yangoMvulo ngenxa yengxwabangxwaba…
Isithathu saseBityi esifunyenwe nemipu engenampepha siza kuvela enkundleni
Abarhanelwa abathathu abaphakathi kweminyaka engama21 ukuya kuma36 ubudala abafunyenwe benemipu engenampepha kunye neenombolo ezicinyiweyo [zale mipu]…
Iyalelwe ibheyile intokazi yaseKwenxurha ebihlabe yabulala utata womntwana wayo!
Inkundla yamatyala eMonti imyalele ibheyile uZovuyo Nkohla (31), obehlabe wabulala uKhayalethu Soteni (40) obenguSajini kwisikhululo samaPolisa…
Kuqhekezwe kwindawo ehlala abafundi kwabhubha omnye eNMU
Abafundi beYunivesithi iNelson Mandela (NMU) abahlala kwindawo ehlala abafundi eSummerstrand bahlaselwe ngobusuku bangoMvulo ngethuba kuqhekezwa apho…
Baselula ngokweminyaka abarhanelwa ababanjelwe ukuxhwila imoto eGqeberha
Baselula ngokweminyaka abarhanelwa ababanjelwe ukuxhwila imoto eGqeberhaBaphakathi kweshumi elinesithandathu (16) ukuya kumashumi amabini ananye (21) abarhanelwa…
