Inkosikazi eyafuna umsebenzi ngesatifikethi somgunyathi sikaGrade 12 iza kuvela enkundleni eQonce

Kulindeleke ukuba avele kwakhona phambi koMantyi waseQonce obeligosa leSebe lezoThutho, uPhilela Angela Tafeni (29), ojongene nezityholo…

Umfundi waseNMU ohlatywe wabulawa ebesenza unyaka wesithathu

Umfundi waseNMU ohlatywe wabulawa ebesenza unyaka wesithathuUmfundi, 24, ohlatywe wabulawa ngomnye, 26, ngentseni yangoMvulo ngenxa yengxwabangxwaba…

Isithathu saseBityi esifunyenwe nemipu engenampepha siza kuvela enkundleni

Abarhanelwa abathathu abaphakathi kweminyaka engama21 ukuya kuma36 ubudala abafunyenwe benemipu engenampepha kunye neenombolo ezicinyiweyo [zale mipu]…

Iyalelwe ibheyile intokazi yaseKwenxurha ebihlabe yabulala utata womntwana wayo!

Inkundla yamatyala eMonti imyalele ibheyile uZovuyo Nkohla (31), obehlabe wabulala uKhayalethu Soteni (40) obenguSajini kwisikhululo samaPolisa…

Kuqhekezwe kwindawo ehlala abafundi kwabhubha omnye eNMU

Abafundi beYunivesithi iNelson Mandela (NMU) abahlala kwindawo ehlala abafundi eSummerstrand bahlaselwe ngobusuku bangoMvulo ngethuba kuqhekezwa apho…

Baselula ngokweminyaka abarhanelwa ababanjelwe ukuxhwila imoto eGqeberha

Baselula ngokweminyaka abarhanelwa ababanjelwe ukuxhwila imoto eGqeberhaBaphakathi kweshumi elinesithandathu (16) ukuya kumashumi amabini ananye (21) abarhanelwa…

Igqwetha lomgunyathi laseMonti ebeligqumza abantu ngokubathengisela izindlu liseziseleni

Useziseleni elindele umhla wokuphinda avele phambi koMantyi waseMonti uMzukisi Boya (43) nobanjwe ngomhla wama20 kule nyanga…

IPHI INIMBA? UMAKAZI UGQITHISE AMAFU UMNTANA KANOMDADE

NGQELENI- Kwisithwakumbe sesehlo esenzeke kwilali yaseNdulwini eNgqeleni, iingxelo zidiza ukuba umakazi wentwazana engasekheyo kutyholwa ukuba ubulele…

UMasemola utyhola uSenzo Mchunu ‘ngongenelelo olupheleleyo’

UMkomishinala wamaPolisa kuzwelonke uFannie Masemola utyhole uMphathiswa wamaPolisa onqunyanyisiweyo uSenzo Mchunu ngokugqithisela kwisigunyaziso sakhe ngokuyalela ukuba…

Ibhubhele eFrere inkwenkwe ebethwe yatshiswa kuba ityholwa ngokuba imali

Amadoda amathathu, nesele ngoku ingabarhanelwa nanjengoko bejongene netyala lokutshisa babulale inkwenkwe egama linguSenzo Zwane (14) yaseNkodwana…