News
UMASPALA WE-BCMM UJONGENE NOQHAMBUKO LWESIFO SOMLOMO IIZANDLA NEENYAWO
Njengoko umasipala waseBuffalo City ujongene noqhambuko, iinkxalabo malunga nesifo sezandla, unyawo kunye nomlomo (HFMD) ziya zisanda.…
OKHOLELEKA NJENGONQEVU AKASINDANGA KWIIMBUMBULU ZAMAPOLISA
Umtyholwa nekukholeleka ukuba yinkalanzinzi yobuqhetseba eNtshona Koloni ubengomnye wabarhanelwa abasixhenxe abadutyulwe babulawa ngethuba bedubulana namapolisa eMpuma…
UGWETYIWE UMGCINI ZINCWADI WAKWA SARS
UJessica Marieka Janse Van Niewenhuys oneminyaka engamashumi amathathu anesihlanu (35) ongumgcini weencwadi, ugwetywe iminyaka elishumi elinesibini…
UKUMISWA KONCEDO LUKATRUMP KUMISA AMALINGO OGONYO LWE-HIV EMZANTSI AFRIKA
Usochwepheshe waseLebhu uNozipho Mlotshwa wayelindele iziphumo zovavanyo lwesitofu sokugonya i-HIV esinokubakho, esithe sasinda koosonzululwazi kumashumi eminyaka,…
700 SCHOOL LEARNER ENRICHMENT OFFICERS READY TO SHINE
The Eastern Cape Department of Education’s Human Resource Development has appointed 700 School Learner Enrichment Officers…
IFUNYENWE INETYALA LOKUDLWENGULA INDODA YASE-MDANTSANE
Indoda enamashumi amabini anesibhozo (28) ubudala igwetywe ubomi entolongweni emva kokufunyanwa inetyala lokudlwengula ibhinqa eliselula ngoFebruwari…
UMKILE KWI KAIZER CHIEFS U-THATAYAONE DITLHOKWE
Iingxilimbela zaseSoweto, iKaizer Chiefs, zingqinile ukumka komdlali wasemva, uThatayaone Ditlhokwe.otyikitywe zizigebenga zaseLibya i-Al-Ittihad ngentlawulo yokujongisisa amehlo…
UBONAKALA UXHALABISA UMBA WEENDLELA KWIPHONDO LEMPUMA KOLONI
Umphathiswa wesebe lezothutho eMpuma Koloni uXolile Nqatha uthi utyalo-mali olukhulu kwiziseko zendlela luzakunceda ukushukuxa iinkxalabo ezivezwe…
UMBUTHO WABAVELELISI BOBOYA E OR TAMBO UFUMENE INTLANINGE YEEGUSHA
UNonceba Kontsiwe unikezele ngeegusha ezingamakhulu amathathu eziquka iinkunzi zeegusha neegusha kumbutho wabavelisi boboya kwisithili saseOR Tambo.…
I-GNU IXABANA NOKUNYUKA KWE-VAT
Amaqela ezopolitiko ngaphakathi kuRhulumente woManyano lweSizwe (GNU) axabene ngentetho yoHlahlo-lwabiwo-mali luka-2025. Okunye kokungavisisani kubandakanya ukunyuswa kweVAT…