Amalungu e-SAPS Humewood enze impumelelo ebalulekileyo kwityala lesithuthuthu ekwaxelwa ukuba sibiwe ekuqaleni kwenyanga kaTshazimpunzi kwindawo yaseHumewood…
Crime
IVEKI YESHUMI ELINESIBINI YEMISEBENZI YOKUTHOBELA KWI-SPAZA
Isebe leeNkonzo lezeMpilo kuMasipala weMetro likunye neBuffalo City Metro’s Law Enforcement Services, isebe loPhuhliso loQoqosho kunye…
ZIVALWE KWAWADI 10 E-VERGENOEG IIVENKILE EZINGAMA SHUMI ANANYE ANESINE
Njengenxalenye yokuqinisekisa ukuba iBuffalo City Metro iyayithobela imigangatho yezempilo nokhuseleko lokusingqongileyo, isiXeko siqhube imisebenzi edibeneyo enamaqela…
ZIVALIWE INDAWO EZITHENGISA INTSIMBI EZINDALA NGOKUNGEKHO MTHETHWENI
Ngenjongo zokusabela ikhwelo lokulwa okanye ukunqanda ukonakaliswa kweziseko ezingundoqo, iqela lenkonzo yesipolisa loMzantsi Afrika likhokele iphulo…
UKUROJWA KWEMOTO YEMALI NGUMBONO ONGALIBALEKIYO KUBAHLALI BASEDIMBAZA
Iminyaka iyaqengqeleka kumane kubakho isiganeko esinochatha esishiya abahlali belokishi yaseDimbaza bengawuvali umlomo. Bekuxhaphake umkhwa wokuqhushumiswa kwee…
ISINDE EKUFENI IMVEKU IBINGCWATYELWE KWISAKHIWO SAMAWESILE ECALA
Ufunyenwe esaphila umntwana okucaca ukuba uzelwe waze wangcwatywa ngunina kwigumbi elisando kufakelwa kwisakhiwo samawesile eCala.
ZIVALIWE INDAWO EZITHENGISA INTSIMBI EZINDALA NGOKUNGEKHO MTHETHWENI
Ngenjongo zokusabela ikhwelo lokulwa okanye ukunqanda ukonakaliswa kweziseko ezingundoqo, iqela lenkonzo yesipolisa loMzantsi Afrika likhokele iphulo…
EASTERN CAPE RANKED THIRD HIGHEST IN COVID 19 TERS FRAUD CASES.
The department of Labour ranked the province of Eastern Cape as the third highest in South…
UFUNYENWE USONGELWE NGEPLASITIKHI UMZIMBA WENTOMBAZANA ESELULA EMDANTSANE
Ufunyenwe sele ebhubhile umzimba womntana oyintombazana oneminyaka esithandathu ubudala, oku kulandela emveni kwengxelo yokulahleka kwalomntwana kwisikhululo…
A MALE SUSPECTED ARRESTED IN POSSESSION OF ABALONE
A total of 366 units of abalone were confiscated on the 27th of January 2024. A…