URHULUMENTE UVUMELEKILE UKUBA ABIZE KWAKHO UMHLALUTYI WE-DATA YESELULA KWITYALA LIKAMEYIWA

Ijaji echophele ityala lokubulala uSenzo Meyiwa, uRatha Mokgoatlheng, ugwebe ngelithi urhulumente angambuyisela umhlalutyi wedatha yeselula uColonel…

Interpol Izakuqhubeka Ukuxhasa uMzantsi Afrika Ekulweni Ulwaphulo-mthetho

UNobhala Jikelele we-Interpol, uGqirha Jürgen Stock, uthi umbutho wakhe uzakuqhubeka nokuxhasa uMzantsi Afrika ukulwa namaqela ezizwe…

AJIKE AZIKATI AMABANJWA AMABINI ELUVALELWENI ABHUNGCA KWISIKHULULO SAMAPOLISA E-MEYERTON ERHAWUTINI

Ngokwengxelo kubanjwe abarhanelwa abalishumi elinanye emva kokufunyanwa benezinto ezibiweyo kwisithuthi sesigadla. Ukanti abarhanelwa ababini baye banyamalala…

I-AFRIFORUM IZAKUBEKA IZITYHOLO ZOBUQHOPHOLOLO KWIINKOKHELI ZEMIBUTHO WE EFF NE ANC

Iqela leeLobby iAfriForum lilungiselela ukubeka izityholo zobuqhophololo, kunye nemali nokuxhaphaza imali ngokungekho mthethweni ngakwiinkokheli zombutho we…

KUSAKHANGELWA ABARHANELWA ADABULE ABULALA IPOLISA E-BIZANA

Abile amaxhaphetshu amapolisa kugqogqo olukhangela abarhanelwa abadubule babulala ipolisa beshiya amanye amagosa asebupoliseni enzakele ngethuba kuphangwa…

BAZAKUJONGANA NEZITYHOLO ZOLWAPHULO-MTHETHO ABO BATHE BAFUNYANWA NETYALA LOKWAPHULA IRHAFU

Intloko yeStrategic Engagement & Compliance kwaTax Consulting SA, uJashwin Baijoo, uthi abemi boMzantsi Afrika abangayithobeliyo iNkonzo…

USINDE CHEBETYU USEKELA MONGAMELI WE UDM

Usekela Mongameli wombutho wezopolitiko u-Nqabayomzi Nkwankwa, uhlanguliwe emva kutyholwa ngelokuba ebethinjiwe endleleni eya kwisikhululo senqwelo moya…

UMALUME UBANJWE NGEZITYHOLO ZOKUBULALA UMTSHANA WAKHE

UMkomishinala wephondo uLieutenant General Nomthetheleli Mene ulusizi ngokubhubha komntwana oyintombazana oneminyaka emithathu ubudala, ekutyholwa ukuba ubulawe…

Breaking News: Zizi Kodwa Resigns as Minister of Sport, Arts and Culture Amid Legal Troubles

In a significant development, Zizi Kodwa has resigned from his position as Minister of Sport, Arts…

I-NATJOINTS YAMKELA UKUBANJWA KWESIBINI NESITYHOLWA NGOKUPHEMBELELA UQHANKQALAZO E-MTHATHA

I-NATJOINTS iyakwamkela ukubanjwa kwabatyholwa ngokuba ngabaphembeleli ekukholelwa ukuba bangabaxhasi boqhankqalazo olunxulumene noonoteksi olukhokelele ekubeni zonke iindlela…