The National Commissioners of SAPS, General Fannie Masemola, has applauded the vigilance of the multidisciplinary team,…
Crime
BADUTYULWE BABHUBHA ABARHANELWA EMVAKWEMINI NAMHLANJE EMTHATHA
Kucace gca ukuba izikrelemnqa azibuyi ngamva ekubeni zifune ukulawula ngobuqhetseba kwiidolophu zeli phondo leMpuma Koloni. Libatshonele…
Umasipala waseRaymond Mhlaba Ugxeka Ubundlobongela Obuchaphazela Abasetyhini nabaNtwana
Umasipala waseRaymond Mhlaba uyayichasa ingxaki egqubayo yobundlobongela obusekelwe kwisini, nto leyo ecace gca kuluntu lwethu kwaye…
Amapolisa Akafanelekanga Ukulwa noXhwilwo-mali kwiMpuma Koloni
USihlalo weKomiti yePalamente ejongene neMicimbi yamaPolisa, u-Ian Cameron, uthi amapolisa akanazo izakhono zobuchule ezikhethekileyo kunye namandla…
UYAXHALABISA UMBA WOKUNYUKA KWAMANANI OKUXHILWA KABANTU KWELI
Inani lamatyala okuxhwilwa liyaqhubeka ukunyuka ngonyaka, kwaye ngunobangela omkhulu wokuxhalabisa kubemi abaqhelekileyo baseMzantsi Afrika. Oku kwanda…
AMAPOLISA ACELA UNCEDO LWABAHLALI UKUZE KUBENOKUSONJULULWA ITYALA
Amapolisa acela uncedo kuluntu ukusombulula amatyala amabini okubulala nelokuzama ukubulala enzeke kwisitalato iHigh Street, eCofimvaba izolo…
URHULUMENTE UVUMELEKILE UKUBA ABIZE KWAKHO UMHLALUTYI WE-DATA YESELULA KWITYALA LIKAMEYIWA
Ijaji echophele ityala lokubulala uSenzo Meyiwa, uRatha Mokgoatlheng, ugwebe ngelithi urhulumente angambuyisela umhlalutyi wedatha yeselula uColonel…
Interpol Izakuqhubeka Ukuxhasa uMzantsi Afrika Ekulweni Ulwaphulo-mthetho
UNobhala Jikelele we-Interpol, uGqirha Jürgen Stock, uthi umbutho wakhe uzakuqhubeka nokuxhasa uMzantsi Afrika ukulwa namaqela ezizwe…
AJIKE AZIKATI AMABANJWA AMABINI ELUVALELWENI ABHUNGCA KWISIKHULULO SAMAPOLISA E-MEYERTON ERHAWUTINI
Ngokwengxelo kubanjwe abarhanelwa abalishumi elinanye emva kokufunyanwa benezinto ezibiweyo kwisithuthi sesigadla. Ukanti abarhanelwa ababini baye banyamalala…
I-AFRIFORUM IZAKUBEKA IZITYHOLO ZOBUQHOPHOLOLO KWIINKOKHELI ZEMIBUTHO WE EFF NE ANC
Iqela leeLobby iAfriForum lilungiselela ukubeka izityholo zobuqhophololo, kunye nemali nokuxhaphaza imali ngokungekho mthethweni ngakwiinkokheli zombutho we…