Amapolisa acela uncedo loluntu ukuze kube nokufumaneka abarhanelwa abane nabayingozi abakholelwa ekubeni badibene kudubulo olwabulala isininzi…
Crime
BELIVELE ENKUNDLEN YASEPOLOKWANE IPOLISAKAZI ELITYHOLWA NGOBUQHETSEBA NOKUBULALA
Ityala likaRachel Shokane-Kutumela oneminyaka engamashumi amane anesithathu lihlehliselwe umhla weshumi elinesibhozo kweyeDwarha. Eli polisa lasetyhini livele…
UZAKUBUYELA ENKUNDLENI KWA KULE YEDWARHA ORHANELEKA EKUBULALENI ELUSIKISIKI
Lihlehliselwe umhla weshumi elinesihlanu kweyeDwarha ityala elijongene nendoda etyholwa ngokubulala abantu abalishumi elinesibhozo kwinto ngoku eyaziwa…
LIMISELWE UMHLA WESIBHOZO ITYALA LOMRHANELWA OBANJWE NEZIYOBISI E OR TAMBO
UMmantwa Tshabalala oneminyaka engamashumi amabini ananye, ngumrhanelwa weshumi elinanye obanjwe kwisikhululo seenqwelomoya I OR Tambo kwiinyanga…
AMAPOLISA ATHI AKUNTSUKU ZATYWALA IBAMBE ABARHANELWA MALUNGA NODUBULO LWASE LUSIKISIKI
Inkonzo yamaPolisa oMzantsi Afrika (SAPS) ithi isondele ukuba ibambe abarhaneleka kudubulo lwaseLusikisiki. Ngentseni yangoMgqibelo umhla wamashumi…
IBANJIWE INDODA ERHANELEKA EKUBULALENI IBHINQA NOMNTWANA ONEENYANGA EZISIBHIZO
Kulindeleke ivele kwinkundla iNkowankowa ngoMvulo umhla wamashumi amathathu kule yoMsintsi, indonda yase Limpopo eneminyaka engamashumi amabini…
DRUG MULE ARRESTED IN OR TAMBO INTERNATIONAL AIRPORT
The National Commissioners of SAPS, General Fannie Masemola, has applauded the vigilance of the multidisciplinary team,…
BADUTYULWE BABHUBHA ABARHANELWA EMVAKWEMINI NAMHLANJE EMTHATHA
Kucace gca ukuba izikrelemnqa azibuyi ngamva ekubeni zifune ukulawula ngobuqhetseba kwiidolophu zeli phondo leMpuma Koloni. Libatshonele…
Umasipala waseRaymond Mhlaba Ugxeka Ubundlobongela Obuchaphazela Abasetyhini nabaNtwana
Umasipala waseRaymond Mhlaba uyayichasa ingxaki egqubayo yobundlobongela obusekelwe kwisini, nto leyo ecace gca kuluntu lwethu kwaye…
Amapolisa Akafanelekanga Ukulwa noXhwilwo-mali kwiMpuma Koloni
USihlalo weKomiti yePalamente ejongene neMicimbi yamaPolisa, u-Ian Cameron, uthi amapolisa akanazo izakhono zobuchule ezikhethekileyo kunye namandla…