LAND CLAIM FRAUD EXPOSED

EAST LONDON- Three individuals, Nozipho Goci(58), Siphokazi Goci(55) and Nonzame Jikityala(27) found themselves in hot water…

UXOLISILE UNOBUNTU MKHIZE EMVA KOSHICILELO OLWALUTHE NDII KUMAKHASI ONXIBELELWANO

Owayesakuba ngumsebenzi weSABC uNobuntu Mkhize uxolise kwiinyanga zabebala emva kwevidiyo yakhe ephazamisa inqwelomoya yeFlySafair kwaye ethetha…

APHEKWA ESOPHULWA AMANGQINA KWITYALA LOKULAHLEKA KUKA JOSHLIN

Njengoko ityala lokulahleka kukaJoshlin Smith lingena kusuku lwe-12, amangqina amabini aphekwa ngemibuzo. Ngethuba ephekwa imibuzo kaPaulina…

USAPHO LALOWO UGILWE WABHUBHA NGECAWA LIFUNA UBULUNGISWA

Uvele enkundleni umrhanelwa wengozi eyoyikekayo yaseNMU,Oonogada abaxhobe kakhulu bathathe izithuba ngaphandle xa kufika umphathi weteksi nongutata…

BAPHANGIWE OONOGADA KWISIBHEDLELA I-LIVINGSTON

Amadoda amathathu anxibe imaski athathele oonogada besibhedlele iLivingstone eGqeberha iiselfowuni zabo. Isithethi samapolisa, uKapteni Andre Beetge,…

ZIBHENGEZIWE IINTLOKO ZAMASEBE EPHONDWENI

Urhulumente wephondo leMpuma Koloni ubhengeze ukuqeshwa kweeNtloko zamaSebe amatsha kwizikhundla ezininzi. Njengenxalenye yabaqeshwa abatsha, uSharon Marsdorp…

COME BACK HOME NAMHLA

GQEBERHA- Namhla Tshepu, a beloved niece, has gone missing. Her family last heard from her in…

IDUTYULWE YASWELEKA NGAPHANDLE KWESIKOLO NGENTSASA YANGOLWESIHLANU

U tata waseGqeberha udutyulwe wabhubha ngaphandle kwesikolo samabanga aphakamileyo saseCillié ngentsasa yangoLwesihlanu, umhla weshumi elinesine kweyoKwindla.…

IKHUPHE ISILUMKISO INKONZO YEMOZULU YOMZANTSI AFRIKA

Inkonzo yeMozulu yoMzantsi Afrika (SAWS) ikhuphe isilumkiso seNqanaba lesine ngomthubi malunga nomoya owonakalisayo kuninzi lweNtshona Koloni…

ABAFUNDI BASIKOLO I-ZAMEKA BAKHALAZELE UNGAHOYWA LISEBE LEZEMFUNDO

Baphume ngendlu abafundi besikolo samabanga aphakamileyo i-Zameka, ngomhla weshumi elinanye,kweyoKwindla, bekhatshwa ngabazali beyokuma phambi kwamasango esikolo…