Amagqiyazana amabini aphakamise iflegi yeMpuma Koloni kwelona nqanaba liphezulu lokhuphiswano loonobuhle eMzantsi Afrika kutshanje. Urhulumente wephondo…
Empuma Community News
Umfundi waseNMU ohlatywe wabulawa ebesenza unyaka wesithathu
Umfundi waseNMU ohlatywe wabulawa ebesenza unyaka wesithathuUmfundi, 24, ohlatywe wabulawa ngomnye, 26, ngentseni yangoMvulo ngenxa yengxwabangxwaba…
Umbhoxo waseMpuma Koloni ugutyungelwe lilifu elimnyama emva kokuwa kukaSive Tshaka!
Umdlalo wombhoxo uthiwe wambu lilifu elimnyama emva kokubhubha komdlali weFort Beaufort United okothusileyo. Iindaba zokuwa kukaSive…
Isithathu saseBityi esifunyenwe nemipu engenampepha siza kuvela enkundleni
Abarhanelwa abathathu abaphakathi kweminyaka engama21 ukuya kuma36 ubudala abafunyenwe benemipu engenampepha kunye neenombolo ezicinyiweyo [zale mipu]…
iEastern Cape Liquor Board ithi ‘Phantsi’ ngokunxila kwabafundi emva kweemviwo
iEastern Cape Liquor Board ithi ‘Phantsi’ ngokunxila kwabafundi emva kweemviwoIqumrhu elilawula ukuthengiswa kotywala kwiphondo leMpuma Koloni,…
Iprojekthi exabisa iR147-million iza kuphuhlisa izibuko laseMonti
UGunyaziwe wamaZibuko kaZwelonke wakwaTransnet (TNPA) uphawule ngokusesikweni ulwakhiwo lweprojekthi yokwakhiwa ngokutsha kweLatimer’s Landing exabisa iR147-million kwizibuko…
Kwiinzame ezimanyeneyo zokuxhobisa amalungu eQonga loLawulo lwabaNtsundu (i-BMF) ngolwazi olubalulekileyo ngemithetho yezemisebenzi kunye noxanduva lomqeshi,
Kwiinzame ezimanyeneyo zokuxhobisa amalungu eQonga loLawulo lwabaNtsundu (i-BMF) ngolwazi olubalulekileyo ngemithetho yezemisebenzi kunye noxanduva lomqeshi, iSebe…
INGQINA A LIBETHELELE UKUBALULEKA KOQINISWA KWEENTAMBO ZOLAWULO ESIPOLISENI
Emva kokuphazamiseka ngokweemvakalelo kwiNgqina A ngoxa linikela ubungqina, iNgqina B liya kubuthabatha bonke obu bungqina. INgqina…
I FORT HARE IYAKUQHUBA NEZIFUNDO KWI INTANETHI
IYunivesithi yaseFort Hare ijonge ukufudukela kwimfundo exutyiweyo ukuqinisekisa ukuba abafundi bazilungele iimviwo zokugqibela. Eli ziko liqale…
UTHUTHO LWABAFUNDI LUBUYELE ESIMENI EMVA KONQUNYANYISWA OKOMZUZWANA
Iinkonzo zothutho lwabafundi kulo lonke elaseMpuma Koloni ziphinde zaqala ngokusesikweni ngoLwesithathu, umhla weshumi elinesithandathu kweyeDwarha ngo-2025…