UMphathiswa wamaPolisa onqunyanyisiweyo uSenzo Mchunu unikezele ngezixhobo zakhe zobuchwephesha kwabasemagunyeni ngentsasa yangoLwesihlanu. Oku kuyinxalenye yophando oluqhubekayo…
Empuma Community News
AMAPOLISA AZOKUNGENA UMZI NOMZI ONOMCIMBI
Nanjengoko inyanga yoMnga iyinyanga ebaseleyo ekubhiyozeleni imicimbi eyahlukeneyo efana ne; imigidi, imitshato, imbeleko, ukuvulwa kwemizi njalo-njalo.…
UPHANDO LUYAQHUBA EMVA KOKUBA UBROWN MOGOTSI EYE WABHUNGCA KWIIMBUMBULU
Amapolisa aphanda ekutyholwa ukuba lilinge lokubulala uBrown Mogotsi ukuba ayenziwanga ngebom kusini na. Oku kusemva kokuba…
USINDE CHEBETYU EKUFENI I BROWN MOGOTSI
Usomashishini obenengxoxo-mpikiswano nonxulumene nezopolitiko uBrown Mogotsi usinde ekudutyulweni eVosloorus e-East Randi phezolo. Kukholeleka ukuba amadoda angaziwayo…
Isonjululwe ingxaki ebikhonkxe umqeqeshi waBanyana Banyana!
Ingxaki ebiphakathi kukaDesiree Ellis neSouth African Football Association (Safa) isonjululwe. Emva kokuba umqeqeshi etshitshilize ithuntyana ngenxa…
Inkosikazi eyafuna umsebenzi ngesatifikethi somgunyathi sikaGrade 12 iza kuvela enkundleni eQonce
Kulindeleke ukuba avele kwakhona phambi koMantyi waseQonce obeligosa leSebe lezoThutho, uPhilela Angela Tafeni (29), ojongene nezityholo…
iANC iyasamkela isigwebo senkundla ngetyala likaLuthuli
Umbutho weAfrican National Congress (ANC) usamkele isigwebo seNkundla ePhakamileyo yaseMgungundlovu ethe ekugqibeleni yafumanisa ukuba owayesakuba nguMongameli…
Kulindeleke ukuba inqanawa iMein Schiff igalele iR120-million kuqoqosho lwaseNMB
Ukufika kwenqanawa iMein Schiff 4 kwizibuko likaTransnet National Ports Authority (TNPA) eBhayi, eNelson Mandela Bay (NMB),…
Qhawekazi: ‘Ingathi ndiphumelele iNdebe yeHlabathi’
“Ukuba ndithetha inyani, kuvakala ngathi ndiphumelele iNdebe yeHlabathi,” la ngamazwi kaQhawekazi Mazaleni, 24, osandul’ ukuthweswa isithsaba…
Urhulumente wephondo ubhiyozela impumelelo kaQhawekazi noMelissa
Amagqiyazana amabini aphakamise iflegi yeMpuma Koloni kwelona nqanaba liphezulu lokhuphiswano loonobuhle eMzantsi Afrika kutshanje. Urhulumente wephondo…