Amalungu e-SAPS Humewood enze impumelelo ebalulekileyo kwityala lesithuthuthu ekwaxelwa ukuba sibiwe ekuqaleni kwenyanga kaTshazimpunzi kwindawo yaseHumewood…
Empuma Community News
UMPHATHISWA WESEBE LEZOTHUTHO UXOLILE NGUMGANGATHO WEENDLELA ZIKA SANRAL ZOTYALO MALI LWEEBHILIYONI EMETRO
UMphathiswa wezothutho uSindisiwe Chikunga ekhatshwa nguMphathiswa wezothutho nokhuseleko loluntu eMpuma Koloni uXolile Nqatha kunye noSodolophu obambeleyo …
URHULUMENTE WEPHONDO UBAXOLISILE ABAHLALI BASE-REESTON
Kubeyimincili kubahlali baseReeston eMonti emveni kokuba kuvulwe ngokusesikweni isikolo samabanga aphakamileyo iSophathisana ebekudala isiququzelelwa ngabahlali ngenxa…
ELINYE INYATHELO LOKUXHOBISA ABANTU ABATSHA NGELUNGELO LOKUVOTA
Ukwenza iphulo lokuxhobisa nokufundisa abantwana abasezikolweni ngokubaluleka kwedemokhrasi, i-IEC yephondo leMpuma Koloni isulunge iphulo lokhuphiswano lokuthetha…
Emerging contractors receive hands-on experience through Rhayi Community Development Project
The South Africa National Roads Agency (SOC) Limited (SANRAL) excels in giving inexperienced SMMEs opportunities to…
IBUYISELA ITHEMBA ELUNTWINI IPROJEKTHI ENTSHA EBUYISIWEYO
USodolophu weSigqeba somasipala ombaxa waseBuffalo City uCllr. uNkosazana uFaku kunye neNtloko yeSebe lezokuHlaliswa koLuntu uMalibongwe Mfazwe…
I-AMBASSADOR YASE NORWAY ITYELELE UMASIPALA OMBAXA WE BUFFALO CITY METRO
Unozakuzaku wasebukhosini waseNorway eMzantsi Afrika uGjermund Saether kunye negqiza lakhe batyelele uMasipala oMbhaxa weBuffalo City ngoMvulo…
RUGBY ACTION PACKS A PUNCH IN KEI ROAD
It was a day of thrilling rugby action in Kei Road on Saturday the 4th of…
OONOTAXI BAVALE INDLELA NGELITHI AKHOMNTU UPHANGELAYO KUNGEKHO MNTANA UYA ESKOLWENI DE BABHATALWE NGU SCHOLAR TRANSPORT
Ushicilelo lwe voice note beluthe ndii kumakhasi onxibelelwano izolo umhla wokuqala ku May, nanjengoko ibiyiholide yabaphangeli…
UMBHIYOZO WOSUKU LWENKULULEKO YEPHONDO LWEMPUMA KOLONI
Kumashumi amathathu eminyaka eyadlulayo, umhla wamashumi amabini anesixhenxe kuTshazimpunzi, 1994, emva kolawulo lwabamhlophe, abantu abamnyama baseMzantsi…