News
LIXOLISILE ISEBE LEZEMPILO KUMNTLA NTSHONA EMVA KOKUNIKEZA USAPHO INGXELO ENGEYIYO
Isebe lezempilo kuMntla Ntshona likhuphe uxolo kusapho emva kodubedube olwakhokelela ekubeni usapho olungelulo luxelelwe ngokubhubha komntu…
IQELA LASE-SA LIPHUMELELE IMEDALI YOKUQALA NGOSUKU WOKUQALA LE 2024 PARIS OLYMPICS
Iqela loMzantsi Afrika liphumelele imbasa yalo yokuqala kusuku lokuqala lweMidlalo yeOlimpiki yaseParis yowama-2024. Iqela lombhoxo lamadoda…
Umbutho wootitshala boPhuhliso lwaBantwana aBasaqalayo Ufuna Imisebenzi esiSigxina kunye noMvuzo oLinganayo
Umbutho wooTitshala boPhuhliso lwaBantwana aBasaqalayo (i-ECD) umemelele uMphathiswa weMfundo esiSiseko ukuba ajongane nezinto ezibaxhalabisayo kunye namabango…
UMongameli Ramaphosa Utyumbe uMandisa Maya NjengeJaji eyiNtloko Entsha
UMongameli uCyril Ramaphosa unyule uSekela-Jaji oyiNtloko uMandisa Maya njengeJaji eyiNtloko. Ungena ezihlangwini zeJaji eyiNtloko uRaymond Zondo…
ZICHONGWE ZANTATHU IINDAWO KWELI NEZIBHENGEZWE NJENGEENDAWO ZELIFA LEMVELI ZEHLABATHI
Iindawo ezintathu eMzantsi Afrika zonyulwe ukuba zibhengezwe njengeeNdawo zeLifa leMveli yeHlabathi. Ezi ndawo yiDiepkloof Rock Shelter…
Interpol Izakuqhubeka Ukuxhasa uMzantsi Afrika Ekulweni Ulwaphulo-mthetho
UNobhala Jikelele we-Interpol, uGqirha Jürgen Stock, uthi umbutho wakhe uzakuqhubeka nokuxhasa uMzantsi Afrika ukulwa namaqela ezizwe…
USekela Mongameli wase-US uKamala Harris uthi uyakwenza konke okusemandleni akhe ukumanyanisa iQela leDemokhrasi kunye nesizwe ukuze oyise uDonald Trump ngoNovemba.
Kwisiteyitimenti esikhutshwe emva kokuba uMongameli uJoe Biden ebhengeze ukuba akasayi kuphinda anyulwe ngelixa evuma ukuba iVP…
KUTYHOLWA NGELOKUBA ABANTU ABAPHILA NOKUKHUBAZEKA ABAKHUSELEKANGA KWELIPHONDO
Ibhunga lesizwe labangaboniyo eMzantsi Afrika livakalise inkxalabo enkulu malunga neengxelo zokuqotywa kwabantu abakhubazekileyo eMpuma Koloni. Abantu…
IQELA LE-MK LIZAKUBE LIPHIKISA NGOKUSEMTHETHWENI KWINDIBANO YESIZWE
Umbutho woMkhonto weSizwe (MK) uza kufumana iwonga elisemthethweni elichasayo kwiNdlu yoWiso-mthetho. Oku kuvele nanjengoko iqela lesibini…
UZAKOTHULA INTETHO UMONGAMELI WELI NGOKUHLWA NJE
Umongameli uCyril Ramaphosa uza kwenza iNtetho yokuVula iPalamente ngentsimbi yesixhenxe ngokuhlwa nje, kwiholo yesiXeko saseKapa. Lo…