News
OKA-NQATHA UTHETHE NGOBUME BENDLELA BEPHONDO
UMphathiswa weSebe lezoThutho noKhuseleko loluntu eMpuma Koloni, uXolile Nqata, uthe inguqulelo kufuneka ibe sembindini xa kujongwa…
ISELUVALELWENI INDODA YASEMPUMA KOLONI DE IBUYELE ENKUNDLENI
Indoda yaseMpuma Koloni ebanjwe kulandela ukudubulana namapolisa eLaudium ePitoli, yasilahla isicelo sayo sebheyile ngethuba ivele enkundleni…
YOUNG ENTREPRENEUR GEARS UP FOR SUCCESS WITH R1.2M TRUCK
KOMANI-On the 5th of March2025, the Isiqalo Youth Fund initiative awarded a R1.2 million truck to…
KUBHUBHE USANA OLUNEENYANGA EZINE EMVA KOKUPHOSWA KWIMOTO EHAMBA KWINDLELA U-R101 EPITOLI.
Umama wosana, nosele ebanjiwe wabekwa ityala lokubulala, uxelele abasemagunyeni ukuba ukholelwa ukuba uyaxhwilwa. Ngokwengxelo ephuma kwisithethi…
LIQHUBILE ITYALA LABATYHOLWA NGOKUCEBA UKUBULALA NOKUHLASELA
Ityala leqela lamadoda atyholwa ngokuceba nokwenza uhlaselo olubulalayo kwisikhululo esasikhuphisana neziyobisi Kwanobuhle, eKariega ngo-2023, liqhubile kwinkundla…
Eastern Cape Gambling Board, Gold Rush Donate Science Kit to Nonyameko Primary
On 12 February 2025, a heartwarming event took place at Nonyameko Primary School in Ndakana. The…
Kenya name Benni McCarthy as new head coach
McCarthy will make his debut later this month with an away match against The Gambia, followed…
LAP LAUNCHED IN MTHATHA STADIUM
The Department of Employment Labour Minister, Nomakhosazana Meth launched the Eastern Cape Leg of the Laboura…
USIHLE LONZI WE-EFF UHLABA IKHWELO ELIKHAWULEZILEYO KUMTHETHO OYILWAYO WOKUCIMA AMATYALA ABAFUNDI
Ilungu lePalamente ye-EFF uSihle Lonzi umemelela amanyathelo akhawulezileyo ukucinywa kwamatyala abafundi, kunikwe abafundi abaphumelele izidanga abangama-300,000…