INGXELO YOMTHANDAZO YEFORAMU YABADALA ABASANDUKUNYULWA

Kwiinzame zokugcina ucwangco, uxolo nenzolo kwisiXeko, uMasipala oMbaxa waseBuffalo City kunye neSebe loPhuhliso loluntu babambe iseshoni…

ISILUMKISO SESIMO SESULU. KULINDELEKE IINDUDUMO KUNYE NEMVULA EZA NGAMANDLA KWEZINDAWO EZITHE ZAKHANKANYWA.

ZIVALWE KWAWADI 10 E-VERGENOEG IIVENKILE EZINGAMA SHUMI ANANYE ANESINE

Njengenxalenye yokuqinisekisa ukuba iBuffalo City Metro iyayithobela imigangatho yezempilo nokhuseleko lokusingqongileyo, isiXeko siqhube imisebenzi edibeneyo enamaqela…

UMETRO ULUMKISA ABANINI BE-SPAZA UKUTHOBELA OKANYE BAJONGE IINGXELO NGOKUTHOBELA

Umasipala ombaxa waseBuffalo City uyazomeleza iinzame zakhe zokucinezela abasebenzi beevenkile ezingayithobeliyo imithetho kamasipala kwaye baphinde bavule…

UMBUTHO KAKHONGOLOSE UJONGENE NOKUVUSELELA IGAMA LEQHAWE LOMZABALAZO ELINGAZIWAYO LASEZWELITSHA

Iqela lombutho wezopolitoko kakhongolose eZwelitsha iSebe lase Khaya Mabece phantsi kwewadi 41, lijongene nokuvuselela igama lika…

U-ESKOM UBHENGEZE UKUNYUKA KWAMAXABISO OMBANE

Ngomhla weshumi kweyeDwarha wonyaka ophelileyo, iziko eliphehlelela umbane u-Eskom lenze isicelo kuMhlawuli wezaMandla weSizwe waseMzantsi Afrika…

ISIXEKO SISAYINE I-SIVUMELWANO SOKUQONDA NESIXEKO SASECHINA I-JINHUA

Njengenxalenye yokuphucula amathuba anika umdla kubantu besixeko esimbaxa, uSodolophu olawulayo weBuffalo City Metro uCllr. UPrincess Faku…

ZISABHEKABHEKA IINTSAPHO EZIMKELWE ZIZINDLU KWILALI YAKWASAKI

Isuke yayinto eqhelekileyo kwiphondo leMpuma Koloni umoya othi uze ngamandla. Seyiminyaka emibini ukuya ngaphezulu abantu beshiyeka…

ISEBE LEZEMPILO EMPUMA KOLONI LICHAZA UKUVALWA KWEMIXEBA YAYO OKWEXESHANA

ISebe lezeMpilo eMpuma Koloni likhuphe isibhengezo ngomhla wamashumi amabini anesihlanu kuleyoKwindla, sokwazisa abantu baseMpuma Koloni malunga…

ISEBE LEZEMFUNDO LENZA IINZAME ZOKUPHINDA KUNYUKE INANI LOKUPASA EMPUMA KOLONI

Umphathiswa wesebe lezemfundo uFundile Gade, uthembise okokuba isebe lizokuthi lithengele bonke  abafundi bezibalo ikhalityhuleyitha , oku…