Umtyholwa nekukholeleka ukuba yinkalanzinzi yobuqhetseba eNtshona Koloni ubengomnye wabarhanelwa abasixhenxe abadutyulwe babulawa ngethuba bedubulana namapolisa eMpuma…
Crime
IFUNYENWE INETYALA LOKUDLWENGULA INDODA YASE-MDANTSANE
Indoda enamashumi amabini anesibhozo (28) ubudala igwetywe ubomi entolongweni emva kokufunyanwa inetyala lokudlwengula ibhinqa eliselula ngoFebruwari…
INGXELO YOMPHICOTHI ZINCWADI IZOBE UMFANEKISO OMFILIBA NGE BCMM
Ingxelo yoMphicothi-zincwadi Jikelele izobe umfanekiso omfiliba nombi ngoMasipala oMbaxa we-ANC waseBuffalo City. Lo masipala, oquka idolophu…
KUBHUBHE ABANTU KUDUBULWANO LWABARHANELWA NAMAPOLISA
Bangaphezu kwesihlanu abantu ababulewe kukudubulana kwamapolisa nabarhanelwa kuhola wendlela uN2 ngakuNdabakazi eGcuwa ngenjikalanga yangoLwesine, umhla wamashumi…
TAXI OWNER GETS LIFE IMPRISONMENT FOR RAPE
QUMBU-A six-year reign of terror perpetrated by taxi owner Mzoxolo Zozi has finally been brought to…
WORLD’s FIRST OPENLY GAY IMAN SHOT DEAD
GQEBERHA- Muhsin Hendricks renowned as the world’s first openly gay imam, was fatally shot over the…
BEBEVELE ENKUNDLENI ABATYHOLWA NGOKUBULALA ISININZI E-LUSIKISIKI
Ukubanjwa komrhanelwa wesibhozo kwityala lembubhiso yaseLusikisiki kukhokelele ekubeni kulibaziseke ngakumbi ukuqalisa kwetyala. Iqela lamadoda atyholwa ngokubulala…
IGWETYIWE INDODA EYE YALAMBISA YANGAKHATHALELI IZINJA E-MOSSEL BAY
Igwetywe kwinkundla kamantyi ngoLwesihlanu, umhla weshumi elinesine, indoda yaseMossel Bay engahoyanga nelambise izinja ezingaphaya kwamashumi amathandathu.…
POLICE CAPTAIN ARRESTED IN CONNECTION WITH ALLEGED 1MILLION THEFT
EAST LONDON- The East London-based Serious Organised Crime Investigation team, working in conjunction with other law…
UFUNYENWE ENGENATYALA KWISIGANEKO SOMFUNDI WEKHOLEJI U-LUYANDA BOTHA
Umdlwenguli nokwangumbulali uLuyanda Botha ngoMvulo, umhla wamashumi amabini anesixhenxe ufunyenwe engenatyala kwinzame zokudlwengula umfundi wekholeji yobuhlengikazi…