Usapho lwakhe lwabelana ngeendaba kwingxelo emfutshane ethunyelwe kwiakhawunti yakhe ye-Instagram eqinisekisiweyo. “Usapho lakwaChiume lulusizi ukunazisa ngokusweleka…
Entertainment
Local and National Entertainment News in IsiXhosa and English
IBE SISANKXWE EMZANTSI AFRIKA NGOMBA WOKHUPHISWANO LUKA MISS SOUTH AFRICA 2024
U-Anele Mda ongumzabalazi owaziwayo wesini kunye noluntu, umemelele ukuba kususwe u Chidimma Adetshina njengomdlali wokugqibela kukhuphoswano…
FROM THE DUSTY STREETS OF QHAGA TO GQEBERHA: THE EMPIRE
Wonke umzali ubanemincili xasele ebona umntwana wakhe ephumelela. U-Zolisa Kondile ongunyana womfama ophume izandla kwilali yaseQhaga…
BLACK COFFEE PENS HEARTFELT MESSAGE AS HE RECOVERS FROM FLIGHT ACCIDENT.
Renowned South African DJ and music producer Black Coffee has sent a heartfelt message to his…
KUKHULILE UKUZITHEMBA EQONGENI KWI-KWAYARA YESIKOLO SAMABANGA APHEZULU IVULAMAZIBUKO
Umphathiswa wesebe lezemidlalo ubugcisa nenkcubeko uZizi Kodwa unikezele ngekhibhodi (keyboard) kunye neebleyizara ezingamashumi asithandathu anesihlanu kwikwayari…
