The disaster management teams has been activated by the Eastern Cape government in order to cater…
Empuma Community News
ZINQUNYANYISIWE IIMVIWO ZEBANGA LESHUMI NGENXA YEMVULA ENA NGAMANDLA EKARIEGA
Iimviwo zebanga leshumi ziye zanqunyanyiswa ngenxa yeemvula ezinamandla eKariegaIsebe lezemfundo eMpuma Koloni likungqinile ukunqunyanyiswa kokubhalwa kwephepha…
USIYA KOLISI NOWAKWAKHE BABHENGEZE UKUPHELA KOMTSHATO WABO
Umdlali wombhoxo weSpringbok uSiya Kolisi kunye nenkosikazi yakhe uRachel ngenjikalanga yangoLwesibini, bakhuphe ingxelo ngokudibeneyo bebhengeza ukuba…
BAMANGELE ABABUKELI BEBHOLA EKHATYWAYO KWIMIDLALO YECARLING BLACK LABEL CUP
IMagesi FC ivelise eyona nto ibuhlungu kakhulu kule sizini xa ikhuphe iinkosi ze-Orlando Pirates kumdlalo weCarling…
TWO MORE SUSPECTS ARRESTED IN CONNECTION TO THE LUSIKISIKI MURDER
Minister of Police Senzo Mchunu, Deputy ministers of Police, Polly Boshielo, Cassel Mathale and the National…
KUBHAQWE IZIBONELELO ZE ARENTE YOKHUSELEKO LWENTLALO EZIFUNYENWE NGOBUQHOPHOLOLO
Abafundi beYunivesithi yaseStellenbosch badize into abayichaza njengorhwaphilizo obuninzi obubandakanya i-Arhente yoKhuseleko lweNtlalo (SASSA). Abafundi bonyaka wokuqala…
SANRAL workshop equips KwaBhaca SMMEs for opportunities in construction sector
KwaBhaca, Eastern Cape, 17 October 2024 – The South African National Roads Agency SOC Limited (SANRAL’s)…
BABANJIWE ABARHANELWA ABANE ABARHANELEKA KUDUBULO LWASE-LUSIKISIKI
UMkomishinala kaZwelonke weNkonzo yamaPolisa oMzantsi Afrika (i-SAPS), uNjengele Fannie Masemola unqwenela ukubulela abemi boMzantsi Afrika kwiinkalo…
KUYAPHELA UKWEHLA KWEPETROLI KWINYANGA EZAYO
I-Automobile Association ithi le meko yokwehla kwepetroli kwiinyanga ezintlanu iza kuphela kwinyanga ezayo ngenxa yokunyuka kwamaxabiso…
FORMER MINISTER TITO MBOWENI WILL HAVE A SPECIAL OFFICIAL FUNERAL
The President has declared a special official funeral category 2 honoring Dr Tito Mboweni the late…