Deputy minister in the presidency for Planning, Monitoring and Evaluation, Pinky Kekana on Wednesday 20 March…
Empuma Community News
IBUFFALO CITY METRO IFUNDISA ABAHLALI MALUNGA NEMISEBNZI YOPHUHLISO LOQOQOSHO LWE-NGINGQI
Ngokuzama ukukhuthaza ukuhanjiswa kweenkonzo okugqwesileyo, isebe lezokhenketho eBuffalo city Metro liqhube inkqubo yephulo elimangalisayo ngolwesihlanu, umhla…
UMCIMBI WESIFO SE-TB UFUMANE INGQWALASELA KURHULUMENTE WEPHONDO
Njengenxalenye yokuphakamisa ulwazi loluntu urhulumente weMpuma Koloni wenze isikhumbuzo sosuku lwehlabathi lweTB ePort Alfred phantsi komasipala…
UMASIPALA OMBAXA USUNGULE IPHULO LOKHUSELEKO LEEHOLIDE ZEPASIKA
Umasipala ombaxa waseBuffalo City Metro ubhengeze izicwangciso zawo zePasika entle, iholide ezaliswe yiminyhadala kunye neendwendwe, nokhuseleko…
UMFAMA WEEGUSHA OSELE EPHUHLILE EQHAGA UNDWENDWELWE NGAMAFAMA ASAKHASAYO NGEENJOKO ZOKUZUZA ULWAZI
U-Mawethu Kondile nongumhlali kwilali yaseQhaga ubengomnye wamafana atyunjiweyo kwiNkqubo ebizwa ngokuba yi"Farmer to Farmer " ephantsi…
IIQALILE NKQUBO YOPHUHLISO LOLUTSHA KWABA BABESAKUBA NGAMABANJWA
Inkqubo phakathi komasipala kunye ne arhente yophuhliso lolutsha (NYDA) kuzwelonke ngeenzame zokubuyisela isidima kwabo babesakuba ngamabanjwa…
ZIVALIWE INDAWO EZITHENGISA INTSIMBI EZINDALA NGOKUNGEKHO MTHETHWENI
Ngenjongo zokusabela ikhwelo lokulwa okanye ukunqanda ukonakaliswa kweziseko ezingundoqo, iqela lenkonzo yesipolisa loMzantsi Afrika likhokele iphulo…
MDDA BOARD EXPRESSED SATISFACTION WITH THE APPOINTMENT OF MS SHOESHOE QHU
The Media Diversity Development Agency announced the appointment of their new CEO Shoeshoe Qhu in November.…
UKUROJWA KWEMOTO YEMALI NGUMBONO ONGALIBALEKIYO KUBAHLALI BASEDIMBAZA
Iminyaka iyaqengqeleka kumane kubakho isiganeko esinochatha esishiya abahlali belokishi yaseDimbaza bengawuvali umlomo. Bekuxhaphake umkhwa wokuqhushumiswa kwee…
IZIGULANA EMPUMA KOLONI AZIZOKUXHOMEKEKA KWII-IKLINIKHI EZISIGXINA KUPHELA
Umphathiswa wesebe lezempilo uNomakhosazana Meth unikezele ngeeklinikhi ezihambayo (mobile clinic)ezingamashumi asixhenxe anesithathu kwisibhedlele eMakhiwane namhlanje.