IVEKI YESHUMI ELINESIBINI YEMISEBENZI YOKUTHOBELA KWI-SPAZA

Isebe leeNkonzo lezeMpilo kuMasipala weMetro likunye neBuffalo City Metro’s Law Enforcement Services, isebe loPhuhliso loQoqosho kunye…

INGXELO YOMTHANDAZO YEFORAMU YABADALA ABASANDUKUNYULWA

Kwiinzame zokugcina ucwangco, uxolo nenzolo kwisiXeko, uMasipala oMbaxa waseBuffalo City kunye neSebe loPhuhliso loluntu babambe iseshoni…

ISILUMKISO SESIMO SESULU. KULINDELEKE IINDUDUMO KUNYE NEMVULA EZA NGAMANDLA KWEZINDAWO EZITHE ZAKHANKANYWA.

LIPHUMELELE EMAGQABINI IQELA LE BROTHERS ZE LAZINTSHATSHELI ZETUMENTE YEPASIKA KWASAKI

Itumente ebibanjelwe kumabala akwaSaki eXesi ibeyimpumelelo kakhulu. Kude kwafikelelwa esiphelweni ngomhla wokuqala kwekaTshazimpunzi kungekho ziphazamiso zemilo…

ZIVALWE KWAWADI 10 E-VERGENOEG IIVENKILE EZINGAMA SHUMI ANANYE ANESINE

Njengenxalenye yokuqinisekisa ukuba iBuffalo City Metro iyayithobela imigangatho yezempilo nokhuseleko lokusingqongileyo, isiXeko siqhube imisebenzi edibeneyo enamaqela…

UMETRO ULUMKISA ABANINI BE-SPAZA UKUTHOBELA OKANYE BAJONGE IINGXELO NGOKUTHOBELA

Umasipala ombaxa waseBuffalo City uyazomeleza iinzame zakhe zokucinezela abasebenzi beevenkile ezingayithobeliyo imithetho kamasipala kwaye baphinde bavule…

UMBUTHO KAKHONGOLOSE UJONGENE NOKUVUSELELA IGAMA LEQHAWE LOMZABALAZO ELINGAZIWAYO LASEZWELITSHA

Iqela lombutho wezopolitoko kakhongolose eZwelitsha iSebe lase Khaya Mabece phantsi kwewadi 41, lijongene nokuvuselela igama lika…

U-ESKOM UBHENGEZE UKUNYUKA KWAMAXABISO OMBANE

Ngomhla weshumi kweyeDwarha wonyaka ophelileyo, iziko eliphehlelela umbane u-Eskom lenze isicelo kuMhlawuli wezaMandla weSizwe waseMzantsi Afrika…

ISIXEKO SISAYINE I-SIVUMELWANO SOKUQONDA NESIXEKO SASECHINA I-JINHUA

Njengenxalenye yokuphucula amathuba anika umdla kubantu besixeko esimbaxa, uSodolophu olawulayo weBuffalo City Metro uCllr. UPrincess Faku…

ZISABHEKABHEKA IINTSAPHO EZIMKELWE ZIZINDLU KWILALI YAKWASAKI

Isuke yayinto eqhelekileyo kwiphondo leMpuma Koloni umoya othi uze ngamandla. Seyiminyaka emibini ukuya ngaphezulu abantu beshiyeka…