Bangcwatyiwe abantwana abahlanu baseSoweto ababhubhe emva kokutya amashwamshwam, ekutyholwa ukuba ebenetyhefu. Okulusizi kukuba, umntwana wesithandathu, obekwi-ICU…
Empuma Community News
FORMER MINISTER TITO MBOWENI DIES AT 65
Another tragic moment in South Africa after receiving devastating news about former finance minister and Reserve…
USUSIWE EMSEBENZINI WAKHE U-OBED BAPELA
U-Obed Bapela, ilungu le-ANC NEC nosihlalo weKomitana yoBudlelwane baMazwe ngaMazwe, ukhululwe kumsebenzi wakhe emva kokutyholwa ngokuthetha…
BELIVELE ENKUNDLEN YASEPOLOKWANE IPOLISAKAZI ELITYHOLWA NGOBUQHETSEBA NOKUBULALA
Ityala likaRachel Shokane-Kutumela oneminyaka engamashumi amane anesithathu lihlehliselwe umhla weshumi elinesibhozo kweyeDwarha. Eli polisa lasetyhini livele…
UZAKUBUYELA ENKUNDLENI KWA KULE YEDWARHA ORHANELEKA EKUBULALENI ELUSIKISIKI
Lihlehliselwe umhla weshumi elinesihlanu kweyeDwarha ityala elijongene nendoda etyholwa ngokubulala abantu abalishumi elinesibhozo kwinto ngoku eyaziwa…
FAMILIES STILL IN DISBELIEF IN QUMBU
Just after the shock of 18 people murdered in Lusikisiki, the Eastern Cape faced another killing…
ActionSA’s Dr Nasiphi Moya Officially Been Elected As Mayor of the City of Tshwane.
In what did not seem as a surprise, the Democratic Alliance (DA) fielded its councillor Cilliers…
UCOSATU UNOQHANKQALAZO NAMHLANJE
Ubhambathisile ukuba uzakupeyinta ilizwe bomvu uCOSATU ngoMvulo, umhla wesixhenxe kweyeDwarha, njengoko ulungiselela uSuku lweSizwe lokuSebenza. Ugwayimbo…
AWEHLANGA AMAXABISO EPETROLI KUMASIPALA I-NELSON MANDELA BAY
Abaqhubi beemoto kumasipala ombaxa iNelson Mandela Bay abazukonwabela ukuthotywa kwexabiso lepetroli elibhengezwe kuMzantsi Afrika uphela ukusukela…
AYATHOTYWA KWAKHO AMAXABISO EPETROLI NGOMSO KULE YEDWARHA
Abaqhubi beenqweelo-mafutha banikwe elinye ithuba lokuthotyelwa amaxabiso epetroli, nanjengoko iSebe lezaMandla libhengeze ukuthotywa kwamaxabiso epetroli elizakuqala…