Owayesakuba ngumsebenzi weSABC uNobuntu Mkhize uxolise kwiinyanga zabebala emva kwevidiyo yakhe ephazamisa inqwelomoya yeFlySafair kwaye ethetha…
Empuma Community News
APHEKWA ESOPHULWA AMANGQINA KWITYALA LOKULAHLEKA KUKA JOSHLIN
Njengoko ityala lokulahleka kukaJoshlin Smith lingena kusuku lwe-12, amangqina amabini aphekwa ngemibuzo. Ngethuba ephekwa imibuzo kaPaulina…
USAPHO LALOWO UGILWE WABHUBHA NGECAWA LIFUNA UBULUNGISWA
Uvele enkundleni umrhanelwa wengozi eyoyikekayo yaseNMU,Oonogada abaxhobe kakhulu bathathe izithuba ngaphandle xa kufika umphathi weteksi nongutata…
BAPHANGIWE OONOGADA KWISIBHEDLELA I-LIVINGSTON
Amadoda amathathu anxibe imaski athathele oonogada besibhedlele iLivingstone eGqeberha iiselfowuni zabo. Isithethi samapolisa, uKapteni Andre Beetge,…
ZIBHENGEZIWE IINTLOKO ZAMASEBE EPHONDWENI
Urhulumente wephondo leMpuma Koloni ubhengeze ukuqeshwa kweeNtloko zamaSebe amatsha kwizikhundla ezininzi. Njengenxalenye yabaqeshwa abatsha, uSharon Marsdorp…
COME BACK HOME NAMHLA
GQEBERHA- Namhla Tshepu, a beloved niece, has gone missing. Her family last heard from her in…
IDUTYULWE YASWELEKA NGAPHANDLE KWESIKOLO NGENTSASA YANGOLWESIHLANU
U tata waseGqeberha udutyulwe wabhubha ngaphandle kwesikolo samabanga aphakamileyo saseCillié ngentsasa yangoLwesihlanu, umhla weshumi elinesine kweyoKwindla.…
IKHUPHE ISILUMKISO INKONZO YEMOZULU YOMZANTSI AFRIKA
Inkonzo yeMozulu yoMzantsi Afrika (SAWS) ikhuphe isilumkiso seNqanaba lesine ngomthubi malunga nomoya owonakalisayo kuninzi lweNtshona Koloni…
ABAFUNDI BASIKOLO I-ZAMEKA BAKHALAZELE UNGAHOYWA LISEBE LEZEMFUNDO
Baphume ngendlu abafundi besikolo samabanga aphakamileyo i-Zameka, ngomhla weshumi elinanye,kweyoKwindla, bekhatshwa ngabazali beyokuma phambi kwamasango esikolo…
Activist Pamela Mabini Murderd in Gqeberha
GQEBERHA- The respected community activist Pamela Mabini was ruthlessly gunned down outside her home in kwaZakhele,…