IMzansi Magic ikhuphe intambo kumdlalo wayo wemihla ngemihla othi Gqeberha: The Empire emva kweminyaka emibini.

I-telenovela ebonisa imixholo yobukhosi, intsapho, uthando, ukungcatsha, isithembu kunye nomona uya kugqiba emva kwexesha lesibini langoku.…

KING PHALO AIRPORT CLOSED

Travelers in the Eastern Cape became frustrated after having to hear that King Phalo Airport in…

I-SUPSPORT NE-SABC IYAVUMELANA NGEMIGAQO YOKUFUMANA IPHEPHA-MVUME LE-PSL AMALUNGELO OSASAZO

NgoMvulo, umhla we-16 kweyoMsintsi 2024 – iSuperSport kunye neQumrhu loSasazo loMzantsi Afrika (i-SABC) bafikelele kwisivumelwano malunga…

Urhulumente Wephondo LeMpuma Koloni Uqhuba Uhlelo Lokuxhasa iMakhanda Ukubuyisela Amanzi

UMphathiswa weSebe leNtsebenziswano kuRhulumento neMicimbi yeMveli (CoGTA), uZolile Williams, usasaza iingcaphephe eziza kuphucula amandla emali nobuchwephesha…

THABISO SIKWANE’S MEMORIAL WILL BE HELD TODAY

Radio and TV personality, Thabiso Sikwane’s will be honoured today, 6th of September. Her memorial service…

BADUTYULWE BABHUBHA ABARHANELWA EMVAKWEMINI NAMHLANJE EMTHATHA

Kucace gca ukuba izikrelemnqa azibuyi ngamva ekubeni zifune ukulawula ngobuqhetseba kwiidolophu zeli phondo leMpuma Koloni. Libatshonele…

UIF Online Portal Inqunyanyisiwe Ukuthomalalisa Ungcipheko

INkundla ePhakamileyo yasePitoli iyalele iSebe lezeNgqesho nezabaSebenzi ukuba limnqumamise ngoko nangoko unokontraka oqhuba iinkonzo ze-UIF kwi-intanethi…

Abasetyhini beProteas babhengeza iqela leNdebe yeHlabathi yeT20

Umququzeleli wabachongi beqela leqakamba labasetyhini loMzantsi Afrika, uClinton Du Preez uthi ukhenketho lweqela lokuya ePakistan phambi…

ISABC iza kusasaza ngqo iiBoks vs All Blacks

Owona mdlalo mkhulu wombhoxo wonyaka, umdlalo wovavanyo we-Rugby Championship ngoMgqibelo phakathi koMzantsi Afrika neNew Zealand, uza…

IGQALA LIKANOMATHOTHOLO NAKU MABONAKUDE UTHABISO SIKWANE USWELEKILE

Usaziwayo kanomathotholo nakumabonakude uThabiso Sikwane usweleke eneminyaka engamashumi amahlanu. USikwane, umsasazi onamava nombhali kanomathotholo, wenze umsebenzi…