USUSIWE EMSEBENZINI WAKHE U-OBED BAPELA

U-Obed Bapela, ilungu le-ANC NEC nosihlalo weKomitana yoBudlelwane baMazwe ngaMazwe, ukhululwe kumsebenzi wakhe emva kokutyholwa ngokuthetha…

BELIVELE ENKUNDLEN YASEPOLOKWANE IPOLISAKAZI ELITYHOLWA NGOBUQHETSEBA NOKUBULALA

Ityala likaRachel Shokane-Kutumela oneminyaka engamashumi amane anesithathu lihlehliselwe umhla weshumi elinesibhozo kweyeDwarha. Eli polisa lasetyhini livele…

UZAKUBUYELA ENKUNDLENI KWA KULE YEDWARHA ORHANELEKA EKUBULALENI ELUSIKISIKI

Lihlehliselwe umhla weshumi elinesihlanu kweyeDwarha ityala elijongene nendoda etyholwa ngokubulala abantu abalishumi elinesibhozo kwinto ngoku eyaziwa…

FAMILIES STILL IN DISBELIEF IN QUMBU

Just after the shock of 18 people murdered in Lusikisiki, the Eastern Cape faced another killing…

ActionSA’s Dr Nasiphi Moya Officially Been Elected As Mayor of the City of Tshwane.

In what did not seem as a surprise, the Democratic Alliance (DA) fielded its councillor Cilliers…

UCOSATU UNOQHANKQALAZO NAMHLANJE

Ubhambathisile ukuba uzakupeyinta ilizwe bomvu uCOSATU ngoMvulo, umhla wesixhenxe kweyeDwarha, njengoko ulungiselela uSuku lweSizwe lokuSebenza. Ugwayimbo…

AWEHLANGA AMAXABISO EPETROLI KUMASIPALA I-NELSON MANDELA BAY

Abaqhubi beemoto kumasipala ombaxa iNelson Mandela Bay abazukonwabela ukuthotywa kwexabiso lepetroli elibhengezwe kuMzantsi Afrika uphela ukusukela…

AYATHOTYWA KWAKHO AMAXABISO EPETROLI NGOMSO KULE YEDWARHA

Abaqhubi beenqweelo-mafutha banikwe elinye ithuba lokuthotyelwa amaxabiso epetroli, nanjengoko iSebe lezaMandla libhengeze ukuthotywa kwamaxabiso epetroli elizakuqala…

LIMISELWE UMHLA WESIBHOZO ITYALA LOMRHANELWA OBANJWE NEZIYOBISI E OR TAMBO

UMmantwa Tshabalala oneminyaka engamashumi amabini ananye, ngumrhanelwa weshumi elinanye obanjwe kwisikhululo seenqwelomoya I OR Tambo kwiinyanga…

SELF-DEFENCE CLASSES BY KMG BECOMES INTERESTING TO WOMEN

Women and children are the most vulnerable and are often victims of criminal activities and domestic…