News

Workshop for Buffalo City’s emerging contractors shows SANRAL’s commitment to transformation

The South African National Roads Agency SOC Limited (SANRAL) recognises the critical role played by the…

I-NATJOINTS YAMKELA UKUBANJWA KWESIBINI NESITYHOLWA NGOKUPHEMBELELA UQHANKQALAZO E-MTHATHA

I-NATJOINTS iyakwamkela ukubanjwa kwabatyholwa ngokuba ngabaphembeleli ekukholelwa ukuba bangabaxhasi boqhankqalazo olunxulumene noonoteksi olukhokelele ekubeni zonke iindlela…

KUNYANZELEKE UKUBA AMAPOLISA AQHEKEZE UKUZE SIVULWE ISITISHI SOVOTO ELOWER ZINGCUKA

Umhla washumi amabini anesithoba kuCanzibe kulo umiyo ibingumhla obemiselwe unyulo luka zwelonkwe. Kodwa akubanga njalo kwindawo…

ISIPHITHANYONGO SIKA IEC SIDALE UKUBA UNINZI LUNGAVOTI

Nanjengoko ibilusuku lolonyulo lukazwelonke ngomhla wamashumi amabini anesithoba, kodwa abemi beli bathi abaxolanga konke konke yinkqubo…

ABONAKALE KWANGOSUKU LOKUQALA LWEVOTI EKHETHEKILEYO AMAGINGXI-GINGXI WE-IEC

Aphumile amagosa asuka kwiKomishoni etyelela amakhaya kunye namaziko enkathalo ngomhla wamashumi amabini anesixhenxe umhla wokuqala wevoti…

UMASIPALA OMBAXA WE NELSON MANDELA BAY UGUTYUNGELWE ZIZIKHUKHULA EZIMKE NEMIPHEFUMLO

Kuhlangulwe abantu abangamashumi amathandathu anesihlanu ngethuba begaxeleka kwizikhukhula. Ababini baphulukene nemiphefumlo, isibini besingekafumaneki. Kuvakala ukuba iinkonzo…

Voting Snag Disappoints Kei Road Youth, Community Members Share Hopes for Change

Kei Road, Eastern Cape – Yesterday, the Kei Road community turned out to vote in the…

SANRAL’s road safety education aims to improve road user attitude and behaviour

SANRAL hosted a road safety awareness campaign on Friday 17 May, at the KwaNonesi Mall in…

NDAKANA EDUCATIONAL SUPPORT INITIATIVE (NESI) CONTINUES TO EMPOWER LOCAL SCHOOLS AND COMMUNITIES

In a heartwarming display of community support, the Ndakana Educational Support Initiative (NESI) visited Nonyameko Primary…

ZIYAPHUCULWA IINDLELA ZOKUFUMANA AMASELA EMFUYO EPHONDWENI

Zingaphezu kwe 18 000 izilwanyana ezibiweyo ephondweni kutshanje, kwaye zinexabiso lemali engaphaya kwamashumi amahlanu anesibhozo ezigidi…