KUTYHOLWA NGELOKUBA ABANTU ABAPHILA NOKUKHUBAZEKA ABAKHUSELEKANGA KWELIPHONDO

Ibhunga lesizwe labangaboniyo eMzantsi Afrika livakalise inkxalabo enkulu malunga neengxelo zokuqotywa kwabantu abakhubazekileyo eMpuma Koloni.

Abantu abaphila nenkubazeko eMthatha sebengamaxhoba amva nje ekutyholwa ukuba bakhuselwe kweli phondo.

UMlawuli weBhunga leSizwe labangaboniyo uLewis Nzimande uthi oku kuyaxhalabisa kakhulu.

“Lo mcimbi kudala uxoxwa kwaye nomphathi wesikhululo samapolisa ebesazi ngawo. Bebegcwele kulo mboniso nala malungu ethu, bebezama ukubafumana uncedo kwaye uncedo khange lufumaneke. Isihlandlo sokugqibela ngoku sesokuba banqwenela ukuba kubekho umntu onokuwuthatha lo mbandela. ”

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *