News
UMETRO ULUMKISA ABANINI BE-SPAZA UKUTHOBELA OKANYE BAJONGE IINGXELO NGOKUTHOBELA
Umasipala ombaxa waseBuffalo City uyazomeleza iinzame zakhe zokucinezela abasebenzi beevenkile ezingayithobeliyo imithetho kamasipala kwaye baphinde bavule…
UMBUTHO KAKHONGOLOSE UJONGENE NOKUVUSELELA IGAMA LEQHAWE LOMZABALAZO ELINGAZIWAYO LASEZWELITSHA
Iqela lombutho wezopolitoko kakhongolose eZwelitsha iSebe lase Khaya Mabece phantsi kwewadi 41, lijongene nokuvuselela igama lika…
U-ESKOM UBHENGEZE UKUNYUKA KWAMAXABISO OMBANE
Ngomhla weshumi kweyeDwarha wonyaka ophelileyo, iziko eliphehlelela umbane u-Eskom lenze isicelo kuMhlawuli wezaMandla weSizwe waseMzantsi Afrika…
ISIXEKO SISAYINE I-SIVUMELWANO SOKUQONDA NESIXEKO SASECHINA I-JINHUA
Njengenxalenye yokuphucula amathuba anika umdla kubantu besixeko esimbaxa, uSodolophu olawulayo weBuffalo City Metro uCllr. UPrincess Faku…
ZISABHEKABHEKA IINTSAPHO EZIMKELWE ZIZINDLU KWILALI YAKWASAKI
Isuke yayinto eqhelekileyo kwiphondo leMpuma Koloni umoya othi uze ngamandla. Seyiminyaka emibini ukuya ngaphezulu abantu beshiyeka…
ISEBE LEZEMPILO EMPUMA KOLONI LICHAZA UKUVALWA KWEMIXEBA YAYO OKWEXESHANA
ISebe lezeMpilo eMpuma Koloni likhuphe isibhengezo ngomhla wamashumi amabini anesihlanu kuleyoKwindla, sokwazisa abantu baseMpuma Koloni malunga…
ISEBE LEZEMFUNDO LENZA IINZAME ZOKUPHINDA KUNYUKE INANI LOKUPASA EMPUMA KOLONI
Umphathiswa wesebe lezemfundo uFundile Gade, uthembise okokuba isebe lizokuthi lithengele bonke abafundi bezibalo ikhalityhuleyitha , oku…
IZIGULANA EMPUMA KOLONI AZIZOKUXHOMEKEKA KWII-IKLINIKHI EZISIGXINA KUPHELA
Umphathiswa wesebe lezempilo uNomakhosazana Meth unikezele ngeeklinikhi ezihambayo (mobile clinic) ezingamashumi asixhenxe anesithathu kwisibhedlele iMakhiwane ngomhla…
DEPUTY MINISTER PINKY KEKANA CONDUCTED A WORKING VISIT AT THE EASTLONDON INDUSTRIAL DEVELOPMENT ZONE (ELIDZ)
Deputy minister in the presidency for Planning, Monitoring and Evaluation, Pinky Kekana on Wednesday 20 March…
IBUFFALO CITY METRO IFUNDISA ABAHLALI MALUNGA NEMISEBNZI YOPHUHLISO LOQOQOSHO LWE-NGINGQI
Ngokuzama ukukhuthaza ukuhanjiswa kweenkonzo okugqwesileyo, isebe lezokhenketho eBuffalo city Metro liqhube inkqubo yephulo elimangalisayo ngolwesihlanu, umhla…