USIYA KOLISI NOWAKWAKHE BABHENGEZE UKUPHELA KOMTSHATO WABO

Umdlali wombhoxo weSpringbok uSiya Kolisi kunye nenkosikazi yakhe uRachel ngenjikalanga yangoLwesibini, bakhuphe ingxelo ngokudibeneyo bebhengeza ukuba…

BAMANGELE ABABUKELI BEBHOLA EKHATYWAYO KWIMIDLALO YECARLING BLACK LABEL CUP

IMagesi FC ivelise eyona nto ibuhlungu kakhulu kule sizini xa ikhuphe iinkosi ze-Orlando Pirates kumdlalo weCarling…

IQELA LASENIGERIA LIZIVE LINGAKHUSELEKANGA E-LIBYA

Umbutho webhola ekhatywayo waseNigeria uthe uza kulibhabhisa iqela lesizwe libuyele ekhaya ngoMvulo emva kokutyholwa “ngokuphathwa kakubi”…

I-Argentina Yenza Utshintsho Olusibhozo Ngeenjongo Zokuthimba Isithsaba se-Rugby Championship KwiiSpringboks

I-Argentina yenze utshintsho olusibhozo kumdlalo wayo wokuqala weshumi elinesihlanu kumdlalo we-Rugby Championship ogqibeleleyo noMzantsi Afrika eNelspruit…

I-SUPSPORT NE-SABC IYAVUMELANA NGEMIGAQO YOKUFUMANA IPHEPHA-MVUME LE-PSL AMALUNGELO OSASAZO

NgoMvulo, umhla we-16 kweyoMsintsi 2024 – iSuperSport kunye neQumrhu loSasazo loMzantsi Afrika (i-SABC) bafikelele kwisivumelwano malunga…

Abasetyhini beProteas babhengeza iqela leNdebe yeHlabathi yeT20

Umququzeleli wabachongi beqela leqakamba labasetyhini loMzantsi Afrika, uClinton Du Preez uthi ukhenketho lweqela lokuya ePakistan phambi…

Wellness Quarterly Games Bring Fun and Unity to Department of Health Employees

Bisho, July 20, 2024 – The Wellness Quarterly Games, organized by the Department of Health’s head…

IQELA LASE-SA LIPHUMELELE IMEDALI YOKUQALA NGOSUKU WOKUQALA LE 2024 PARIS OLYMPICS

Iqela loMzantsi Afrika liphumelele imbasa yalo yokuqala kusuku lokuqala lweMidlalo yeOlimpiki yaseParis yowama-2024. Iqela lombhoxo lamadoda…

USALMAAN MOERAT UZAKUBA NGUKAPTENI WAMASHUMI AMATHANDATHU ANESITHANDATHU WE SPRINGBOK KUVAVANYO LWANGOMGQIBELO NE PORTUGAL EBLOEMFONTEIN

U-Erasmus uthe kwinkomfa noonondaba eBloemfontein ngoLwesibini umhla weshumi elinesithandathu ukuba uFranco Mostert “wophuke umlenze” xa edlala…

BALIQELA ABADLALI ABANAMAKHAYA AMATSHA

ICape Town City iqhubekile nokwenza ingxolo enkulu kurhwebo lokuthengisa ngabadlali emva kokuba ibhengeze uKamohelo Mokotjo njengomdlali…