A HOBBY THAT INSPIRED A NEW CAREER

An ambitious graduate who saw tutoring as a hobby ended up having his establishment where he…

BASIJONGE NGAMEHLO ABOMVU ISITHEMBISO SOMPHATHISWA WESEBE LOKUHLALISWA KOLUNTU ABAHLALI BASE BREIDBACH EQONCE

Umphathiswa wesebe lokuhlaliswa koluntu ephondweni u-Siphokazi Lusithi wenze isithembiso kubahlali belokishi yase Breidbach eQonce.

INENE SIFUNDA EPOTSOYINI E-LOVEDALE

Kubonakala ukuba zisezakuqhuba iingxoxo phakathi kwesigqeba esimele abafundi (SRC), iinkokheli ezisuka kumasebe emibutho “student formation leaders”…

OHILI BAKHO BAYANDIFIKELA” YATSHA YANGQUNGQA INDLU EMVA KWALOMAZWI

Usapho lakwaNzuse kuQoboqobo e Upper Gxulu luzibone selingena khaya ngenxa yonyana walo otya iziyobisi. UBanoyolo Mondisa…

USINQOBILE ISIFO SOMHLAZA OLILUNGU LE-SILUSAPHO CANCER ORGANIZATION

UThuliswa Kilifele oneminyaka engamashumi amathathu ananye nongumhlali kwilali yaseQhaga eQonce, ungomnye wamaxhoba ahlaselwe sisifo somhlaza ngonyaka…

USEKELA MPHATHISWA KWI-OFISI KAMONGAMELI UTHABATHE UHLOLO OLUPHAMBILI KUNYE NOPHULO LOKUBUYELA ESIKOLWENI 

Usekela mphathiswa kwi ofisi zikamongameli uPinky Kekana ebetyelele isikolo iVukuhambe Special School ngomhla we shumi elinesithathu…

Department of transport celebrating the International Civil Aviation Day

On the 09 December 2023 the department of transport celebrated the International Civil Aviation Day in…

BAWONGIWE ABAFUNDI BEPHONDO LEMPUMA KAPA EMONTI

Uchulumanco belibhaliwe ebusweni beenqununu abazali kwakunye nabafundi bebanga leshumi ka2023, ngomhla weshumi elinethoba kweyoMqungu, ngethuba bekubhiyozelwa…

UMPHATHISWA UZIZI KODWA USHIYE ITHEMBA LOKUPHUCULA IMEKO YESIKOLO SAMABANGA APHEZULU I-ULWAZI EMDANTSANE

Unikezele ngokusesikweni ngezihlangu zesikolo kwakunye nekiti yezemidlalo Umphathiswa wesebe lezemidlalo ubugcisa nenkcubeko uZizi Kodwa, ze wagxininisa…

NEW APPOINTMENT PRINCIPAL PROMISES DEDICATION

Breidbach Senior Secondary School warmly welcomed a new principal on the 17th of January 2024. Dr…