UZAKUBHENGEZWA KUNGEKUDALA UMHLA WOLONYULO LOORHULUMENTE BASEMAKHAYA

Iya kwenziwa emva kothethathethwano noMphathiswa woLawulo lweNtsebenziswano, uVelenkosini Hlabisa. Kodwa, i-IEC ithi ikulungele ukuqhuba unyulo oluthembekileyo.…

KUFUMANISEKE ULWAPHULO MTHETHO OLWENZEKE NGETHUBA KUMAKISHWA AMAPHEPHA EEMVIWO ZEMATRIKI

ISebe leMfundo esiSiseko likuqinisekisile ukufunyanwa kolwaphulo-mthetho oluthe lwenzeka ngethuba lokumakishwa kwamaphepha eemviwo zokugqibela zematriki. Ulwaphulo-mthetho lwachongwa…

BABHOKILE OONQEVU EGQEBERHA

GQEBERHA- Kudutyulwe abantu abasixhenxe kwasweleka abathandathu kwisitalato iKani, eVeeplaas eGqeberha ngomhla we-12 kule imiyo. Ngokwengxelo edizwe…