Isibini kulindeleke ukuba sivele kwiNkundla kaMantyi e-Ogies eMpumalanga ngoLwesine ngezityholo zokuqeqesha umntwana kunye nokudlwengula ngokusemthethweni, ezibandakanya…
Main Stories
I-NFP IGQIBE UKUBA IRHOXE KU RHULUMENTE WOMANYANO LWEPHONDO
Umbutho weNational Freedom Party (NFP) urhoxile kurhulumente wephondo laKwaZulu-Natal (GPU). Umbutho uyalele uMbali Shinga ukuba arhoxe…
INKUNDLA IMBUYISELE EMSEBENZI UNQUNUNU KWIPHONDO LENTSHONA KOLONI
Inqununu yaseKapa eyagxothwayo ngenxa yokwala ukuvula isikolo sayo ngexesha lobhubhane we-COVID-19 iliphumelele ityala layo lokubuyiselwa emsebenzini.…
IPOLISA LASETYHINI LILWELE UBOM BALO KUMADODA AMABINI
Kutyholwa ukuba ngeCawe, umhla wesine kweyoMqungu kulo ka 2026 ngezithuba ingamashumi amabini ibethile intsimbi yesihlanu, amadoda…
U ADVOCATE ANDY MOTHIBI UNYULIWE NJENGOMLAWULI WESIZWE KWEZOTSHUTSHISO
Umongameli uCyril Ramaphosa unyule uAdvocate Andy Mothibi njengoMlawuli omtsha weSizwe wezoTshutshiso woMzantsi Afrika. Ukuqeshwa kukaMothibi kuqala…
UZAKUBHENGEZWA KUNGEKUDALA UMHLA WOLONYULO LOORHULUMENTE BASEMAKHAYA
Iya kwenziwa emva kothethathethwano noMphathiswa woLawulo lweNtsebenziswano, uVelenkosini Hlabisa. Kodwa, i-IEC ithi ikulungele ukuqhuba unyulo oluthembekileyo.…
UZAKUBHENGEZWA KUNGEKUDALA UMHLA WOLONYULO LOORHULUMENTE BASEMAKHAYA
Iya kwenziwa emva kothethathethwano noMphathiswa woLawulo lweNtsebenziswano, uVelenkosini Hlabisa. Kodwa, i-IEC ithi ikulungele ukuqhuba unyulo oluthembekileyo.…
KUFUMANISEKE ULWAPHULO MTHETHO OLWENZEKE NGETHUBA KUMAKISHWA AMAPHEPHA EEMVIWO ZEMATRIKI
ISebe leMfundo esiSiseko likuqinisekisile ukufunyanwa kolwaphulo-mthetho oluthe lwenzeka ngethuba lokumakishwa kwamaphepha eemviwo zokugqibela zematriki. Ulwaphulo-mthetho lwachongwa…
BABHOKILE OONQEVU EGQEBERHA
GQEBERHA- Kudutyulwe abantu abasixhenxe kwasweleka abathandathu kwisitalato iKani, eVeeplaas eGqeberha ngomhla we-12 kule imiyo. Ngokwengxelo edizwe…
