UMkomishinala wamaPolisa kuzwelonke uFannie Masemola utyhole uMphathiswa wamaPolisa onqunyanyisiweyo uSenzo Mchunu ngokugqithisela kwisigunyaziso sakhe ngokuyalela ukuba…
Crime
Ibhubhele eFrere inkwenkwe ebethwe yatshiswa kuba ityholwa ngokuba imali
Amadoda amathathu, nesele ngoku ingabarhanelwa nanjengoko bejongene netyala lokutshisa babulale inkwenkwe egama linguSenzo Zwane (14) yaseNkodwana…
UMkhwanazi ubandakanya amalungu ePalamente kulwaphulomthetho
Usuku lwesibini lweKomishoni kaMadlanga ludize ubungqina obukhwankqisayo boMkomishinala wamaPolisa eKZN, uLieutenant General Nhlanhla Mkhwanazi, otyhole amalungu…
Ibulewe inkwenkwana ngenxa ye-R50
CENTANE- Kubulewe inkwenkwana eneminyaka elishumi elinesibini(12) nebityholwa ukuba ibe imali engange R50. lingxelo zibhentsisa ngelithi kuCentane…
KwaZulu Natal suspects arrested in the Eastern Cape
Eight suspects from KwaZulu-Natal were arrested in the Eastern Cape for illegally manufacturing alcohol. Eastern Cape…
SALIWE ISICELO SE BAIL SIKA VUSIMUZI MATLALA
Umtyholwa wokuzama ukubulala uVusimuzi “Cat” Matlala uyalelwe ibheyile yinkundla kamantyi yaseAlexandra. UMatlala weza nesicelo sakhe ekuqaleni…
Kufikwe ibhedi ibomvu ligazi kwigumbi lomvangeli obhaqwe emva kweentsuku exhaxhiwe
Uyangcwatywa ngoLwesine kule veki uJuba Nkundla Mduzulwana obengumvangeli kwibandla lamaWisile eNgqushwa. Utata (75) wakuFeni eNgqushwa ubhaqwe…
Ubanjiwe unoteksi owanyamalala kwindawo yexhwayelo emva kokubandakanyeka kwingozi
Unoteksi, iteksi yakhe ethe yaqengqeleka kwibhulorho yaKwaKhetha ngoMvulo nebangele ukuba konzakale abafundi abangamashumi amabini emva koko…
Amapolisa Acela Uncedo Ngalo Naluphi na Ulwazi Elingakhokelela Ekubanjweni Kukanqevu Odubule Wabulala Umphathi Weetekisi eMdantsane, eMonti.
mapolisa acela uluntu ukuba luze ngaphambili nalo naluphi na ulwazi olunokukhokelela ekubanjweni komrhanelwa eMdantsane emva kokuba…
Livinjiwe Ibheyile uLihleli Siko Ojengene Nezityholo Zokubulala Unina Ngokungenalusini
Akayinikwanga ibheyile ngethuba evela phambi koMantyi waseMdantsane ngoLwesihlanu kwiveki ephelileyo, uLihleli Siko (33), nojongene netyala lokubulala…