Umsindo utsho kuqala kumakhasi onxibelelwano emva koshicilelo oluthe ndiii kulamakhasi, apho uBusisiwe Mvimbani ongumzali womntwana oyintombi…
Crime
SONGEZO VUMA ABANDONED HIS BAIL APPLICATION
The eighth suspect of Lusikisiki mass murder appeared in Lusikisiki Magistrate’s court Tuesday, 7 January 2025.…
ULWAPHULO MTHETHO LUYE LUQATSELO KWELI
Amapolisa aseMpuma Koloni akhangela iqela lemigulukudu exhobileyo elithe larhuqa umphanga kwindawo yoshishino eNgqushwa (Peddie) ngoMgqibelo, liqhumisa…
IBUYELE ENKUNDLENI KAMANTYI YASEMONTI INKOKHELI YE-EFF
Ingxelo yenkokeli ye-EFF uJulius Malema malunga nokudubula umpu womgunyathi kumsitho wombutho igcwele ukungqubana, ngelixa ubungqina bubonisa…
INDODA EBIZAMA UKUKHUSELA IBHINQA LAYO IDUTYULWE YASWELEKA EGQEBERHA
Imbono zibethabethene kumakhasi onxibelelwano emva kwesehlo saseGqeberha eNew Brighton, bambi bathi ngekubizwe abantu bomthetho, abanye bancoma…
UVELE ENKUNDLENI UMRHANELWA OTYHOLWA NGOKUHLABA ABULALE IQABANE LAKHE E-QONCE
Abahlali bakwaTshatshu baphume belinani ukuyokuma phambi kwenkundla yamatyala yaseZwelitsha beyokuthi abafuni afumane ibheyile umrhanelwa wasetyhini, notyholwa…
SUSPECT ARRESTED WITH FIREARMS IN THE EASTERN CAPE
One suspect will appear in the Gqeberha magistrate court on the 5th December, Thursday. Following an…
IVELILE IMPILO YOBUNEWUNEWU YOMPHATHISWA UTHEMBI SIMELANI
Indlela yokuphila yoMphathiswa wezoBulungisa uThembi Simelane iye yanda kakhulu ngo-2018 ngelixa wayesengusodolophu wasePolokwane xa echithe ama-569%…
ASITHANDATHU AMADODA ABANJIWEYO EMVA KOKUFUNYANWA KWEMIPU ENGENAMPEPHA
Amapolisa aseMthatha kwicandelo le Public order policing bebesenza ugqogqo kwizithuthi eBokisini, nalapho abambe umrhanelwa oneminyaka engamashumi…
ATM accuses ANC of targeting Mapisa-Nqakula over Phala Phala investigation
The African Transformation Movement (ATM) has come out swinging, accusing the ANC of punishing former Speaker…