Wonke umntu besele ejonge umxholo wefashoni, kumdyarho wamahashi owaziwa ngokuba yi Berlin November wonyaka ka 2024.…
Empuma Community News
UYAXHALABISA UMBA WOKUNYUKA KWAMANANI OKUXHILWA KABANTU KWELI
Inani lamatyala okuxhwilwa liyaqhubeka ukunyuka ngonyaka, kwaye ngunobangela omkhulu wokuxhalabisa kubemi abaqhelekileyo baseMzantsi Afrika. Oku kwanda…
AMAPOLISA ACELA UNCEDO LWABAHLALI UKUZE KUBENOKUSONJULULWA ITYALA
Amapolisa acela uncedo kuluntu ukusombulula amatyala amabini okubulala nelokuzama ukubulala enzeke kwisitalato iHigh Street, eCofimvaba izolo…
Uswelekile Umsasazi woKhozi FM uZanele Mbokazi-Nkambule.
Umsasazi oneminyaka engama-52 ubudala nongusomashishini wasweleka ngoMvulo we-12 ka-Agasti ka-2024, kwisibhedlele iParklands eThekwini emva kokuphulukana nomhlaza…
URHULUMENTE UVUMELEKILE UKUBA ABIZE KWAKHO UMHLALUTYI WE-DATA YESELULA KWITYALA LIKAMEYIWA
Ijaji echophele ityala lokubulala uSenzo Meyiwa, uRatha Mokgoatlheng, ugwebe ngelithi urhulumente angambuyisela umhlalutyi wedatha yeselula uColonel…
Umlingisi weGomora Kunye noBlack Panther uConnie Chiume Uswelekile, Eneminyaka Engama-72
Usapho lwakhe lwabelana ngeendaba kwingxelo emfutshane ethunyelwe kwiakhawunti yakhe ye-Instagram eqinisekisiweyo. “Usapho lakwaChiume lulusizi ukunazisa ngokusweleka…
Wellness Quarterly Games Bring Fun and Unity to Department of Health Employees
Bisho, July 20, 2024 – The Wellness Quarterly Games, organized by the Department of Health’s head…
Kei Road Community Protests Against Councillor’s Alleged Illegal Employments
Kei Road, August 2, 2024 – A protest erupted in Kei Road, with community members expressing…
IBE SISANKXWE EMZANTSI AFRIKA NGOMBA WOKHUPHISWANO LUKA MISS SOUTH AFRICA 2024
U-Anele Mda ongumzabalazi owaziwayo wesini kunye noluntu, umemelele ukuba kususwe u Chidimma Adetshina njengomdlali wokugqibela kukhuphoswano…
LIXOLISILE ISEBE LEZEMPILO KUMNTLA NTSHONA EMVA KOKUNIKEZA USAPHO INGXELO ENGEYIYO
Isebe lezempilo kuMntla Ntshona likhuphe uxolo kusapho emva kodubedube olwakhokelela ekubeni usapho olungelulo luxelelwe ngokubhubha komntu…