KULINDELEKE AMANYE AMANGQINA KWITYALA LOKULAHLEKA KUKA JOSHLIN SMITH

Njengoko kuqala iveki entsha, kulindeleke ukuba amanye amangqina anike ubungqina kwiNkundla ePhakamileyo yeNtshona Koloni malunga nokulahleka…

BAZAKUVELA KWINKUNDLA YEZORHWEBO EMONTI ABARHANELWA ABATYHOLWA NGOBUQHETSEBA

Amapolisa eMpuma Koloni abambe umrhanelwa wesine kwelinye icala lobuqhophololo kwiYunivesithi yaseFort Hare, elibandakanya ubuqhophololo bezigidi zeerandi,…

UMPHATHISWA WAMAPOLISA UKHUPHE INGXELO EMVA KWESANKXWE KUMAKHASI ONXIBELELWANO

Kuphando oluqhubekayo malunga nokudlwengulwa kwentombazana eneminyaka esixhenxe ubudala kwisikolo saseMpuma Koloni, iNkonzo yesiPolisa yoMzantsi Afrika ithi…

UMBALI NGOWEMALI YOMZANTSI

Irandi yoMzantsi Afrika yehle ngokuphawulekayo ngoLwesithathu umhla we-2 kuTshazimpuzi ngenxa yevoti yohlahlo lwabiwo-mali ebinokuphikisana ethe yaphakamisa…

UMFUNDISI TIMOTHY OMOTOSO UYINDODA EKHULULEKILEYO

Ityala likamfundisi kamabonakude waseNigeria uMfundisi uTimothy Omotoso kunye nabo wayetyholwa nabo libandakanya abatshutshisi abaliqela, elowo ephethe…

KUDUTYULWE UMQHUBI WE TAXI E-GQEBERHA

Amapolisa aseGqeberha akhangela abarhanelwa ababini abaxhobe badubule umqhubi weteksi edolophini ngoMvulo. Isithethi uKapteni u-Andre Beetge uthe…

ABAFUNDI BEEDYUNIVESITHI BANGENELELE KWINTETHO ETHI UMTHETHO WAWUDLALE INDIMA YAWO KUMBA KA CWECWE

Abafundi beYunivesithi iNelson Mandela babambe umngcelele wokwazisa uluntu ngobusuku bangoMvulo phambi koqhankqalazo olucetywayo ngoLwesibini, befuna kwenziwe…

Beneficiaries granted two more months to switch Sassa Gold Cards

GRANT beneficiaries have been given another temporary reprieve, as the deadline to replace South African Social…

AMAPOLISA ASE GRASSY PARK APHANDA ITYALA LOKUBULAWA KWEBHINQA EBELIZAMA UKUKHUSELA UNYANA WALO

Umama oneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala, wabulawa ngokungenalusini ngethuba ezama ukukhusela unyana wakhe oneminyaka esixhenxe kwisityholo…

G20 Summit | Calls mount for accountability and sustainable growth in Gauteng

Democratic Alliance (DA) Gauteng leader Solly Msimanga has called for long-term, sustainable interventions to address the…