News
AJIKE AZIKATI AMABANJWA AMABINI ELUVALELWENI ABHUNGCA KWISIKHULULO SAMAPOLISA E-MEYERTON ERHAWUTINI
Ngokwengxelo kubanjwe abarhanelwa abalishumi elinanye emva kokufunyanwa benezinto ezibiweyo kwisithuthi sesigadla. Ukanti abarhanelwa ababini baye banyamalala…
Iingxoxo Zoluleko Ngakulowo Wayesakuba nguMongameli we-African National Congress (ANC) uJacob Zuma Ziyakuqala Namhlanje.
Ekuqaleni kwalo nyaka, le ndibano yahlehliswa yiANC ukuze kuvuleleke unyulo lwamhla wamashumi amabini anesithoba kuCanzibe.
USALMAAN MOERAT UZAKUBA NGUKAPTENI WAMASHUMI AMATHANDATHU ANESITHANDATHU WE SPRINGBOK KUVAVANYO LWANGOMGQIBELO NE PORTUGAL EBLOEMFONTEIN
U-Erasmus uthe kwinkomfa noonondaba eBloemfontein ngoLwesibini umhla weshumi elinesithandathu ukuba uFranco Mostert “wophuke umlenze” xa edlala…
I-SABC Izakukhusela Ukusetyenziswa Kwegama Elithi uRhulumente woManyano lweSizwe
Umphathi weqela le-SABC leendaba kunye nemicimbi yangoku, uMoshoeshoe Monare, uthi umsasazi woluntu uzakuwakhusela amanyathelo asemthethweni ombutho…
I-AFRIFORUM IZAKUBEKA IZITYHOLO ZOBUQHOPHOLOLO KWIINKOKHELI ZEMIBUTHO WE EFF NE ANC
Iqela leeLobby iAfriForum lilungiselela ukubeka izityholo zobuqhophololo, kunye nemali nokuxhaphaza imali ngokungekho mthethweni ngakwiinkokheli zombutho we…
KUSAKHANGELWA ABARHANELWA ADABULE ABULALA IPOLISA E-BIZANA
Abile amaxhaphetshu amapolisa kugqogqo olukhangela abarhanelwa abadubule babulala ipolisa beshiya amanye amagosa asebupoliseni enzakele ngethuba kuphangwa…
IRANDI IYOMELELA XA ITHELEKISWA NOMQOLO OLUHLAZA OBUTHATHAKA
Irandi iye yomelela xa ithelekiswa nomqolo obuthathaka obangelwa kukulindela ukuba iFederal Reserve iza kuthoba inzala ngoSeptemba.…
KUKHOLELEKA UKUBA ANGANYUKA AMAXABISO E-PETROLI NEDIZILI KWINYANGA EZAYO
Umthombo othembekileyo ukhuphe ingxelo malunga namaxabiso epetroli kunye nedizili anokuthi anyuke kwinyanga ezayo, njengoko imfuno yeoli…
Labour and SMMEs to benefit from road infrastructure development in Dr Beyers Naude Municipality
Graaff Reinet, 5 July 2024 – The South African National Roads Agency SOC Limited (SANRAL) has announced…
BALIQELA ABADLALI ABANAMAKHAYA AMATSHA
ICape Town City iqhubekile nokwenza ingxolo enkulu kurhwebo lokuthengisa ngabadlali emva kokuba ibhengeze uKamohelo Mokotjo njengomdlali…