News

Urhulumente Wephondo LeMpuma Koloni Uqhuba Uhlelo Lokuxhasa iMakhanda Ukubuyisela Amanzi

UMphathiswa weSebe leNtsebenziswano kuRhulumento neMicimbi yeMveli (CoGTA), uZolile Williams, usasaza iingcaphephe eziza kuphucula amandla emali nobuchwephesha…

THABISO SIKWANE’S MEMORIAL WILL BE HELD TODAY

Radio and TV personality, Thabiso Sikwane’s will be honoured today, 6th of September. Her memorial service…

BADUTYULWE BABHUBHA ABARHANELWA EMVAKWEMINI NAMHLANJE EMTHATHA

Kucace gca ukuba izikrelemnqa azibuyi ngamva ekubeni zifune ukulawula ngobuqhetseba kwiidolophu zeli phondo leMpuma Koloni. Libatshonele…

UIF Online Portal Inqunyanyisiwe Ukuthomalalisa Ungcipheko

INkundla ePhakamileyo yasePitoli iyalele iSebe lezeNgqesho nezabaSebenzi ukuba limnqumamise ngoko nangoko unokontraka oqhuba iinkonzo ze-UIF kwi-intanethi…

Abasetyhini beProteas babhengeza iqela leNdebe yeHlabathi yeT20

Umququzeleli wabachongi beqela leqakamba labasetyhini loMzantsi Afrika, uClinton Du Preez uthi ukhenketho lweqela lokuya ePakistan phambi…

ISABC iza kusasaza ngqo iiBoks vs All Blacks

Owona mdlalo mkhulu wombhoxo wonyaka, umdlalo wovavanyo we-Rugby Championship ngoMgqibelo phakathi koMzantsi Afrika neNew Zealand, uza…

IGQALA LIKANOMATHOTHOLO NAKU MABONAKUDE UTHABISO SIKWANE USWELEKILE

Usaziwayo kanomathotholo nakumabonakude uThabiso Sikwane usweleke eneminyaka engamashumi amahlanu. USikwane, umsasazi onamava nombhali kanomathotholo, wenze umsebenzi…

Ingxelo ye-IEC: Amaqela Ezopolitiko Abhengeza Inkxaso-mali Engaphaya Kwezigidi Ezili-200 zeerandi

Ingxelo yekota yokuqala yeKomishoni yoNyulo (IEC) yokudiza inkxaso-mali yezopolitiko idize ukuba phantse izigidi ezingamakhulu amabini zeerandi…

Umasipala waseRaymond Mhlaba Ugxeka Ubundlobongela Obuchaphazela Abasetyhini nabaNtwana

Umasipala waseRaymond Mhlaba uyayichasa ingxaki egqubayo yobundlobongela obusekelwe kwisini, nto leyo ecace gca kuluntu lwethu kwaye…

SANRAL’s graduate programme provides exposure to future engineers in rural Eastern Cape

Gqeberha, 28 August 2024 – Civil engineering students are being exposed to practical road construction work on…