News
I-EFF iqinisekise ukuba amaxhoba engozi yebhasi eVryheid ngabalandeli bombutho
Abasemagunyeni bathi ilori ebisiza kutyholwa ukuba itshayise ibhasi ecaleni kwayo, yayivula phakathi kobusuku. Isithethi se-Economic Freedom…
AYAXHALABISA AMANANI ABANTU ABATHE BASUTYWA KUKUFA NGENXA YEZINDYONDYO ZEEMVULA EMTHATHA
UMphathiswa wezokuHlaliswa koLuntu, uThembi Simelane, kulindeleke ukuba aqalise utyelelo lweentsuku ezintathu kwiphondo leMpuma Koloni elithwaxwa yizaqhwithi,…
Pirates chase PSL winger, while Chiefs seek Mayele’s alternative
Orlando Pirates are hopeful they will sign uSuthu star Tshepang Moremi, who recorded ten goal contributions…
Angola coach credits serious approach for COSAFA Cup title defence
The Sable Antelopes thrashed Bafana Bafana 3-0 in the regional final at Free State Stadium in…
Ingqonyela yakwaSASSA ifaka isandla eMthatha
MTHATHA- Igosa eliyintloko le-Arhente yoKhuseleko lwezeNtlalo yaseMzantsi Afrika (SASSA) uThemba Matlou, unikezele ngenkxaso ephezulu kwiintsapho ezithe…
OKA RAMAPHOSA UVAKALISE INTLUNGU KUTYELELO LWASEMTHATHA
Umongameli weli lo Mzantsi Afrika, uCyril Ramaphosa utyelele eMthatha ngoLwesihlanu emva kwezikhukhula. Umongameli uvakalise usizi ngenani…
IGWETYIWE INDODA EBIJONGENE NETYALA LOKUDLWENGULA UMTSHANA WAYO
Inkundla yengingqi yaseBloemfontein kule veki igwebe indoda eneminyaka engamashumi amahlanu ananye ubudala ubomi entolongweni ngokudlwengula umtshana…
INQUNUNU YASE BERGVILLE IBEKE ITYALA KUMALUNGU EMIBUTHO YEZOPOLITIKO NGOKUMTYHOLA
Inqununu yaseBergview eMpuma Koloni ethe yachaphazeleka kutsha nje sisityholo sodlwengulo, iye yabeka izityholo zolwaphulo-mthetho koosopolitiki abathathu.…
ATHEKELELWA KUMASHUMI ASIXHENXE ANETHOBA AMAXHOBA ABHUBHILEYO EMTHATHA
UMphathiswa weNtsebenziswano kuRhulumento neMicimbi yeMveli (CoGTA) uVelenkosini Hlabisa uvumile ukuba kufuneka ungenelelo olukhawulezileyo eMpuma Koloni. Oku…