News

UPHANDO LUYAQHUBA EMVA KOKUBA UBROWN MOGOTSI EYE WABHUNGCA KWIIMBUMBULU

Amapolisa aphanda ekutyholwa ukuba lilinge lokubulala uBrown Mogotsi ukuba ayenziwanga ngebom kusini na. Oku kusemva kokuba…

USINDE CHEBETYU EKUFENI I BROWN MOGOTSI

Usomashishini obenengxoxo-mpikiswano nonxulumene nezopolitiko uBrown Mogotsi usinde ekudutyulweni eVosloorus e-East Randi phezolo. Kukholeleka ukuba amadoda angaziwayo…

Isonjululwe ingxaki ebikhonkxe umqeqeshi waBanyana Banyana!

Ingxaki ebiphakathi kukaDesiree Ellis neSouth African Football Association (Safa) isonjululwe. Emva kokuba umqeqeshi etshitshilize ithuntyana ngenxa…

Inkosikazi eyafuna umsebenzi ngesatifikethi somgunyathi sikaGrade 12 iza kuvela enkundleni eQonce

Kulindeleke ukuba avele kwakhona phambi koMantyi waseQonce obeligosa leSebe lezoThutho, uPhilela Angela Tafeni (29), ojongene nezityholo…

iANC iyasamkela isigwebo senkundla ngetyala likaLuthuli

Umbutho weAfrican National Congress (ANC) usamkele isigwebo seNkundla ePhakamileyo yaseMgungundlovu ethe ekugqibeleni yafumanisa ukuba owayesakuba nguMongameli…

Kulindeleke ukuba inqanawa iMein Schiff igalele iR120-million kuqoqosho lwaseNMB

Ukufika kwenqanawa iMein Schiff 4 kwizibuko likaTransnet National Ports Authority (TNPA) eBhayi, eNelson Mandela Bay (NMB),…

Qhawekazi: ‘Ingathi ndiphumelele iNdebe yeHlabathi’

“Ukuba ndithetha inyani, kuvakala ngathi ndiphumelele iNdebe yeHlabathi,” la ngamazwi kaQhawekazi Mazaleni, 24, osandul’ ukuthweswa isithsaba…

Urhulumente wephondo ubhiyozela impumelelo kaQhawekazi noMelissa

Amagqiyazana amabini aphakamise iflegi yeMpuma Koloni kwelona nqanaba liphezulu lokhuphiswano loonobuhle eMzantsi Afrika kutshanje. Urhulumente wephondo…

Umfundi waseNMU ohlatywe wabulawa ebesenza unyaka wesithathu

Umfundi waseNMU ohlatywe wabulawa ebesenza unyaka wesithathuUmfundi, 24, ohlatywe wabulawa ngomnye, 26, ngentseni yangoMvulo ngenxa yengxwabangxwaba…

Umbhoxo waseMpuma Koloni ugutyungelwe lilifu elimnyama emva kokuwa kukaSive Tshaka!

Umdlalo wombhoxo uthiwe wambu lilifu elimnyama emva kokubhubha komdlali weFort Beaufort United okothusileyo. Iindaba zokuwa kukaSive…