News

ABAQHUBI BEZITHUTHI BAZAKUDAKUMBA KULE KAWAYODLOKOVA INYANGA

Kubonakala ukuba abaqhubi beemoto bazophoxeka kwinyanga yoMnga kungekho kuthotywa kwexabiso lepetroli kulindeleke. Ngokweenkcukacha zamva nje zeCentral…

KUMANE KUVELA AMABIBI OTHUSAYO KUTSHANJE

Intloko yeGunyabantu lezoTshutshiso (NPA) uShamila Batohi uveze iimpawu zesityholo sokuziphatha ngendlela ethandabuzekayo kwii-imeyile zomphathi wezotshutshiso waseRhawutini,…

IINGOZI ZIQALILE UTHATHA INDAWO KWELI LEMPUMA KOLONI

Umphathiswa kwisebe lezothutho uXolile Nqatha ubongoze abaqhubi ezindleleni ukuba bachule unyathela. Oku kuza emva kwengozi embi…

UBUNGQINA BUBONAKALA BUBHEKA LE NALE KWITYALA LIKA MEYIWA

Indoda ebanga ukuba ibibambe indibano kwihostele yaseVosloorus ngobusuku awabulawa ngabo uSenzo Meyiwa iyayikhaba ngaw’ omane inguqulelo…

UVELE PHAMBI KWEKOMISHONI YOPHANDO YEMADLANGA UBROWN MOGOTSI

Emva kweenyanga ethetha esidlangalaleni, uBrown Mogotsi uye wade wenza ubungqina bakhe kwiKomishoni yakwaMadlanga kwaye yayizele ziziqhushumbisi.…

UVELE PHAMBI KOMANTYI NATYHOLWA NABO UMALUSI GIGABA

Owayesakuba ngumphathiswa wamashishini oluntu nokwangusihlalo okhoyo wepalamente uMalusi Gigaba, uvele phambi kwenkundla kamantyi yase Palm Ridge…

UMARY DE HAAS UPHIKILE UKUBHALA IMBALELWANO ECHITHA I-PKTT

Isigqibo sokuchitha iQela lePolitiko yokuBulala (i-PKTT) iyaqhubeka nokulawula ubungqina bobungqina phambi kweKomiti ye-Ad Hoc. Umphandi wolwaphulo-mthetho…

“INGABA UMQOLO UPHANDLE KU BROWN MOGOTSI?”

Zibethene izimvo zoluntu emva kokuba u Brown Mogotsi ezovela phambi kwekomishoni yophando yeMadlanga. Igama lakhe liye…

Kuthiwa liqaqambile ikamva likaKuse noxa ebethwe nguJerusalem!

Inconyiwe imbethimanqindi yaseMzantsi Afrika nangona ingakwazanga ukubuya nempumelelo emdlalweni wakutshanje. USiyakholwa Kuse ubuyele ekhaya entywizisa emva…

Utata odlwengule intombi yakhe ephazamiseke engqondweni ugwetywe ubomi

Iza kuchitha ubomi bayo bonke ejele indoda (39) yelali yaseJoveleni, eHeshele, neye yavuma phambi kweNkundla yamaTyala…