Ijaji echophele ityala lokubulala uSenzo Meyiwa, uRatha Mokgoatlheng, ugwebe ngelithi urhulumente angambuyisela umhlalutyi wedatha yeselula uColonel…
News
General and Breaking news in English and IsiXhosa
Umlingisi weGomora Kunye noBlack Panther uConnie Chiume Uswelekile, Eneminyaka Engama-72
Usapho lwakhe lwabelana ngeendaba kwingxelo emfutshane ethunyelwe kwiakhawunti yakhe ye-Instagram eqinisekisiweyo. “Usapho lakwaChiume lulusizi ukunazisa ngokusweleka…
Kei Road Community Protests Against Councillor’s Alleged Illegal Employments
Kei Road, August 2, 2024 – A protest erupted in Kei Road, with community members expressing…
IBE SISANKXWE EMZANTSI AFRIKA NGOMBA WOKHUPHISWANO LUKA MISS SOUTH AFRICA 2024
U-Anele Mda ongumzabalazi owaziwayo wesini kunye noluntu, umemelele ukuba kususwe u Chidimma Adetshina njengomdlali wokugqibela kukhuphoswano…
LIXOLISILE ISEBE LEZEMPILO KUMNTLA NTSHONA EMVA KOKUNIKEZA USAPHO INGXELO ENGEYIYO
Isebe lezempilo kuMntla Ntshona likhuphe uxolo kusapho emva kodubedube olwakhokelela ekubeni usapho olungelulo luxelelwe ngokubhubha komntu…
Umbutho wootitshala boPhuhliso lwaBantwana aBasaqalayo Ufuna Imisebenzi esiSigxina kunye noMvuzo oLinganayo
Umbutho wooTitshala boPhuhliso lwaBantwana aBasaqalayo (i-ECD) umemelele uMphathiswa weMfundo esiSiseko ukuba ajongane nezinto ezibaxhalabisayo kunye namabango…
UMongameli Ramaphosa Utyumbe uMandisa Maya NjengeJaji eyiNtloko Entsha
UMongameli uCyril Ramaphosa unyule uSekela-Jaji oyiNtloko uMandisa Maya njengeJaji eyiNtloko. Ungena ezihlangwini zeJaji eyiNtloko uRaymond Zondo…
ZICHONGWE ZANTATHU IINDAWO KWELI NEZIBHENGEZWE NJENGEENDAWO ZELIFA LEMVELI ZEHLABATHI
Iindawo ezintathu eMzantsi Afrika zonyulwe ukuba zibhengezwe njengeeNdawo zeLifa leMveli yeHlabathi. Ezi ndawo yiDiepkloof Rock Shelter…
Interpol Izakuqhubeka Ukuxhasa uMzantsi Afrika Ekulweni Ulwaphulo-mthetho
UNobhala Jikelele we-Interpol, uGqirha Jürgen Stock, uthi umbutho wakhe uzakuqhubeka nokuxhasa uMzantsi Afrika ukulwa namaqela ezizwe…
USekela Mongameli wase-US uKamala Harris uthi uyakwenza konke okusemandleni akhe ukumanyanisa iQela leDemokhrasi kunye nesizwe ukuze oyise uDonald Trump ngoNovemba.
Kwisiteyitimenti esikhutshwe emva kokuba uMongameli uJoe Biden ebhengeze ukuba akasayi kuphinda anyulwe ngelixa evuma ukuba iVP…