Omnye umzimba ufunyenwe emva kwezikhukula ezehla eMthatha, eMpuma Koloni kwiiveki ezimbini ezidlulileyo. Oku kuzisa inani lokufa…
News
General and Breaking news in English and IsiXhosa
South Africa braces for gale-force winds and rough seas
June 23, 2025 The South African Weather Service(SAWS) has warned of a cold front expected to…
Ilungu le-MK Party, uMzwanele Manyi, uwakhabile amabango athi urhoxile kulo mbutho, ebonisa ukuba akanazinjongo zokuwushiya.
Ilungu le-MK Party, uMzwanele Manyi, uwakhabile amabango athi urhoxile kulo mbutho, ebonisa ukuba akanazinjongo zokuwushiya. Oku…
AYAXHALABISA AMANANI ABANTU ABATHE BASUTYWA KUKUFA NGENXA YEZINDYONDYO ZEEMVULA EMTHATHA
UMphathiswa wezokuHlaliswa koLuntu, uThembi Simelane, kulindeleke ukuba aqalise utyelelo lweentsuku ezintathu kwiphondo leMpuma Koloni elithwaxwa yizaqhwithi,…
Ingqonyela yakwaSASSA ifaka isandla eMthatha
MTHATHA- Igosa eliyintloko le-Arhente yoKhuseleko lwezeNtlalo yaseMzantsi Afrika (SASSA) uThemba Matlou, unikezele ngenkxaso ephezulu kwiintsapho ezithe…
OKA RAMAPHOSA UVAKALISE INTLUNGU KUTYELELO LWASEMTHATHA
Umongameli weli lo Mzantsi Afrika, uCyril Ramaphosa utyelele eMthatha ngoLwesihlanu emva kwezikhukhula. Umongameli uvakalise usizi ngenani…
IGWETYIWE INDODA EBIJONGENE NETYALA LOKUDLWENGULA UMTSHANA WAYO
Inkundla yengingqi yaseBloemfontein kule veki igwebe indoda eneminyaka engamashumi amahlanu ananye ubudala ubomi entolongweni ngokudlwengula umtshana…
INQUNUNU YASE BERGVILLE IBEKE ITYALA KUMALUNGU EMIBUTHO YEZOPOLITIKO NGOKUMTYHOLA
Inqununu yaseBergview eMpuma Koloni ethe yachaphazeleka kutsha nje sisityholo sodlwengulo, iye yabeka izityholo zolwaphulo-mthetho koosopolitiki abathathu.…
ATHEKELELWA KUMASHUMI ASIXHENXE ANETHOBA AMAXHOBA ABHUBHILEYO EMTHATHA
UMphathiswa weNtsebenziswano kuRhulumento neMicimbi yeMveli (CoGTA) uVelenkosini Hlabisa uvumile ukuba kufuneka ungenelelo olukhawulezileyo eMpuma Koloni. Oku…