IMzansi Magic ikhuphe intambo kumdlalo wayo wemihla ngemihla othi Gqeberha: The Empire emva kweminyaka emibini.

I-telenovela ebonisa imixholo yobukhosi, intsapho, uthando, ukungcatsha, isithembu kunye nomona uya kugqiba emva kwexesha lesibini langoku.…

IGQALA LIKANOMATHOTHOLO NAKU MABONAKUDE UTHABISO SIKWANE USWELEKILE

Usaziwayo kanomathotholo nakumabonakude uThabiso Sikwane usweleke eneminyaka engamashumi amahlanu. USikwane, umsasazi onamava nombhali kanomathotholo, wenze umsebenzi…

UBHENGEZIWE UMXHOLO WEFASHONI WOMNYHADALA I BERLIN NOVEMBER 2024

Wonke umntu besele ejonge umxholo wefashoni, kumdyarho wamahashi owaziwa ngokuba yi Berlin November wonyaka ka 2024.…

Uswelekile Umsasazi woKhozi FM uZanele Mbokazi-Nkambule.

Umsasazi oneminyaka engama-52 ubudala nongusomashishini wasweleka ngoMvulo we-12 ka-Agasti ka-2024, kwisibhedlele iParklands eThekwini emva kokuphulukana nomhlaza…

Umlingisi weGomora Kunye noBlack Panther uConnie Chiume Uswelekile, Eneminyaka Engama-72

Usapho lwakhe lwabelana ngeendaba kwingxelo emfutshane ethunyelwe kwiakhawunti yakhe ye-Instagram eqinisekisiweyo. “Usapho lakwaChiume lulusizi ukunazisa ngokusweleka…

IBE SISANKXWE EMZANTSI AFRIKA NGOMBA WOKHUPHISWANO LUKA MISS SOUTH AFRICA 2024

U-Anele Mda ongumzabalazi owaziwayo wesini kunye noluntu, umemelele ukuba kususwe u Chidimma Adetshina njengomdlali wokugqibela kukhuphoswano…

FROM THE DUSTY STREETS OF QHAGA TO GQEBERHA: THE EMPIRE

Wonke umzali ubanemincili xasele ebona umntwana wakhe ephumelela. U-Zolisa Kondile ongunyana womfama ophume izandla kwilali yaseQhaga…

BLACK COFFEE PENS HEARTFELT MESSAGE AS HE RECOVERS FROM FLIGHT ACCIDENT.

Renowned South African DJ and music producer Black Coffee has sent a heartfelt message to his…

KUKHULILE UKUZITHEMBA EQONGENI KWI-KWAYARA YESIKOLO SAMABANGA APHEZULU IVULAMAZIBUKO

Umphathiswa wesebe lezemidlalo ubugcisa nenkcubeko uZizi Kodwa unikezele ngekhibhodi (keyboard) kunye neebleyizara ezingamashumi asithandathu anesihlanu kwikwayari…