BANE ABARHANELWA ABABANJWE NGEZITYHOLO ZOKUBULALA KABINI KWAKUNYE NEMIPU ENGEKHO MTHETHWENI EGQEBERHA.

Iphulo elikhawulezileyo elihlangeneyo elikhokelwa liQela eliSebenzayo labacuphi beSithili saseNelson Mandela Bay kunye ne-SAPS Operation Bamba likhokelele…

AMAPOLISA ANGQINILE NGESIGANEKO SOKUBULAWA KOMTSHUTSHISI E-BITYI

Inkonzo yamaPolisa oMzantsi Afrika eMpuma Koloni iqinisekisa ngenkxalabo enkulu ngokubulawa komtshutshisi oneminyaka engamaamathathu ubudala kwingingqi yaseMangweni,…

USAPHO LOMFAMA OBULELWE E-WSU LUKHUPHE ISIBHENO KWISIGQIBO SOKUNQANDA UKUSASAZWA KWETYALA

Usapho lomfana owabulawa kwiYunivesithi iWalter Sisulu luza kubhena kwisigwebo senkundla esithintela amajelo eendaba ukuba asasaze iinkqubo…

KUSISONO UKUBA NGUMNTU OLIBHINQA KWELI ILIZWE

CALA- Umphakathi waseNdondo eCala ushiyeke ubambe ongenzantsi kwiveki edlulileyo emva kokuba kudlwengulwe intwazana eneminyaka esixhenxe(7) ubudala.…

JUST FOR QHAWE- SAY NO TO HOMOPHOBIA

PORT ST JOHNS- A young and openly gay Qhawe Ndabeni was brutally attacked by a group…

TWO NABBED AFTER KWADWESI HOME INVASION

GQEBERHA – Two suspects have been arrested and stolen items recovered after a swift response by…

BOSA demands accountability for R5. 2 million misappropriation of school funds in Eastern Cape

Build One South Africa (BOSA) has expressed outrage over the misappropriation of more than R5.2 million…

Higher Education Minister confirms WSU shooting victim was NSFAS-funded student

In a shocking development, Minister of Higher Education and Training Dr. Nobuhle Nkabane confirmed that the…

LINGACHITHWA ITYALA LOMAMA OBULELE OLUMDLWENGULI WOMNTWANA WAKHE EMPUMA KOLONI

IGunyabantu lezoTshutshiso eMpuma Koloni liqinisekise ukuba lingasirhoxisa isimangalo sokubulala owasetyhini oneminyaka engamashumi amane anesine ubudala otyholwa…

LIBUYELA KWINKUNDLA EPHAKAMILEYO YASEFREYISTATA EBLOEMFONTEIN NGOLWESIBINI ITYALA LE ABESTOS.

Umhla we-15 ku-Epreli ngumhla omiselweyo wokuba ityala ekudala lilindelwe liqalise, kulandela ukuhlehliswa okuninzi. Abatyholwa abalishumi elinesibhozo,…