UMALUME UBANJWE NGEZITYHOLO ZOKUBULALA UMTSHANA WAKHE

UMkomishinala wephondo uLieutenant General Nomthetheleli Mene ulusizi ngokubhubha komntwana oyintombazana oneminyaka emithathu ubudala, ekutyholwa ukuba ubulawe…

BANGAPHEZU KWAMASHUMI AMAHLANU ABAHLALI ABAXHAMLE KUMNIKELO WESISA E-RABULA

Inzalelwane kwilali yakuQoboqobo eneminyaka elishumi elinesixhenkxe nekwayimodeli esakhulayo, uSethu Mayekiso ugxile ngokumandla kwintetho ethi “esona sandla…

NDAKANA EDUCATIONAL SUPPORT INITIATIVE (NESI) CONTINUES TO EMPOWER LOCAL SCHOOLS AND COMMUNITIES

In a heartwarming display of community support, the Ndakana Educational Support Initiative (NESI) visited Nonyameko Primary…

AHLANGULWE AMAXHOBA EZIZIKHUKHULA ZEMVULA YALE MPELAVEKI

Emva kwezandyondyo zemvula ezihlasele iindawo ezininzi zeli phondo kule mpelaveki eMpuma Koloni, urhulumente wephondo uvule amaqela…

Breaking News: Zizi Kodwa Resigns as Minister of Sport, Arts and Culture Amid Legal Troubles

In a significant development, Zizi Kodwa has resigned from his position as Minister of Sport, Arts…

Workshop for Buffalo City’s emerging contractors shows SANRAL’s commitment to transformation

The South African National Roads Agency SOC Limited (SANRAL) recognises the critical role played by the…

I-NATJOINTS YAMKELA UKUBANJWA KWESIBINI NESITYHOLWA NGOKUPHEMBELELA UQHANKQALAZO E-MTHATHA

I-NATJOINTS iyakwamkela ukubanjwa kwabatyholwa ngokuba ngabaphembeleli ekukholelwa ukuba bangabaxhasi boqhankqalazo olunxulumene noonoteksi olukhokelele ekubeni zonke iindlela…

KUNYANZELEKE UKUBA AMAPOLISA AQHEKEZE UKUZE SIVULWE ISITISHI SOVOTO ELOWER ZINGCUKA

Umhla washumi amabini anesithoba kuCanzibe kulo umiyo ibingumhla obemiselwe unyulo luka zwelonkwe. Kodwa akubanga njalo kwindawo…

ISIPHITHANYONGO SIKA IEC SIDALE UKUBA UNINZI LUNGAVOTI

Nanjengoko ibilusuku lolonyulo lukazwelonke ngomhla wamashumi amabini anesithoba, kodwa abemi beli bathi abaxolanga konke konke yinkqubo…

ABONAKALE KWANGOSUKU LOKUQALA LWEVOTI EKHETHEKILEYO AMAGINGXI-GINGXI WE-IEC

Aphumile amagosa asuka kwiKomishoni etyelela amakhaya kunye namaziko enkathalo ngomhla wamashumi amabini anesixhenxe umhla wokuqala wevoti…