KUSAKHANGELWA ABARHANELWA ADABULE ABULALA IPOLISA E-BIZANA

Abile amaxhaphetshu amapolisa kugqogqo olukhangela abarhanelwa abadubule babulala ipolisa beshiya amanye amagosa asebupoliseni enzakele ngethuba kuphangwa…

IRANDI IYOMELELA XA ITHELEKISWA NOMQOLO OLUHLAZA OBUTHATHAKA

Irandi iye yomelela xa ithelekiswa nomqolo obuthathaka obangelwa kukulindela ukuba iFederal Reserve iza kuthoba inzala ngoSeptemba.…

KUKHOLELEKA UKUBA ANGANYUKA AMAXABISO E-PETROLI NEDIZILI KWINYANGA EZAYO

Umthombo othembekileyo ukhuphe ingxelo malunga namaxabiso epetroli kunye nedizili anokuthi anyuke kwinyanga ezayo, njengoko imfuno yeoli…

Labour and SMMEs to benefit from road infrastructure development in Dr Beyers Naude Municipality

Graaff Reinet, 5 July 2024 – The South African National Roads Agency SOC Limited (SANRAL) has announced…

BALIQELA ABADLALI ABANAMAKHAYA AMATSHA

ICape Town City iqhubekile nokwenza ingxolo enkulu kurhwebo lokuthengisa ngabadlali emva kokuba ibhengeze uKamohelo Mokotjo njengomdlali…

Learners test engineering skills through bridge building competition in Gqeberha

Gqeberha, 2 July 2024 – The South African National Roads Agency (SOC) Limited (SANRAL) hosted a…

BAZAKUJONGANA NEZITYHOLO ZOLWAPHULO-MTHETHO ABO BATHE BAFUNYANWA NETYALA LOKWAPHULA IRHAFU

Intloko yeStrategic Engagement & Compliance kwaTax Consulting SA, uJashwin Baijoo, uthi abemi boMzantsi Afrika abangayithobeliyo iNkonzo…

USINDE CHEBETYU USEKELA MONGAMELI WE UDM

Usekela Mongameli wombutho wezopolitiko u-Nqabayomzi Nkwankwa, uhlanguliwe emva kutyholwa ngelokuba ebethinjiwe endleleni eya kwisikhululo senqwelo moya…

INKULUMBUSO IBAMBE ISIKHUMBUZO SOSUKU LWABATSHA

Umhla weshumi elinesithandathu kweyeSilimela lusuku lolutsha olubambe indawo enzulu kwimbali yoMzantsi Afrika, lusebenza njegesikhumbuzo esichukumisayo sezenzo…

KULINDELEKE IINTLOKO ZAMAZWE ANGAPHANDLE UKUZOKUZIMASA UMSITHO WOKUMISELWA KUKAMONGAMELI WELI

Isematheni ingulowo uthetha ngosuku lokumiselwa kwalowo unyuliweyo, nanjengoko ngoLwesithathu umhla weshumi elinesithoba ilusuku lokumiselwa kukaMongameli owonyuliweyo…