USIYA KOLISI NOWAKWAKHE BABHENGEZE UKUPHELA KOMTSHATO WABO

Umdlali wombhoxo weSpringbok uSiya Kolisi kunye nenkosikazi yakhe uRachel ngenjikalanga yangoLwesibini, bakhuphe ingxelo ngokudibeneyo bebhengeza ukuba…

BAMANGELE ABABUKELI BEBHOLA EKHATYWAYO KWIMIDLALO YECARLING BLACK LABEL CUP

IMagesi FC ivelise eyona nto ibuhlungu kakhulu kule sizini xa ikhuphe iinkosi ze-Orlando Pirates kumdlalo weCarling…

TWO MORE SUSPECTS ARRESTED IN CONNECTION TO THE LUSIKISIKI MURDER

Minister of Police Senzo Mchunu, Deputy ministers of Police, Polly Boshielo, Cassel Mathale and the National…

KUBHAQWE IZIBONELELO ZE ARENTE YOKHUSELEKO LWENTLALO EZIFUNYENWE NGOBUQHOPHOLOLO

Abafundi beYunivesithi yaseStellenbosch badize into abayichaza njengorhwaphilizo obuninzi obubandakanya i-Arhente yoKhuseleko lweNtlalo (SASSA). Abafundi bonyaka wokuqala…

SANRAL workshop equips KwaBhaca SMMEs for opportunities in construction sector

KwaBhaca, Eastern Cape, 17 October 2024 – The South African National Roads Agency SOC Limited (SANRAL’s)…

BABANJIWE ABARHANELWA ABANE ABARHANELEKA KUDUBULO LWASE-LUSIKISIKI

UMkomishinala kaZwelonke weNkonzo yamaPolisa oMzantsi Afrika (i-SAPS), uNjengele Fannie Masemola unqwenela ukubulela abemi boMzantsi Afrika kwiinkalo…

KUYAPHELA UKWEHLA KWEPETROLI KWINYANGA EZAYO

I-Automobile Association ithi le meko yokwehla kwepetroli kwiinyanga ezintlanu iza kuphela kwinyanga ezayo ngenxa yokunyuka kwamaxabiso…

FORMER MINISTER TITO MBOWENI WILL HAVE A SPECIAL OFFICIAL FUNERAL

The President has declared a special official funeral category 2 honoring Dr Tito Mboweni the late…

AMAPOLISA AKHANGELA ABARHANELWA ABANE MALUNGA NETYALA LOKUBULALA ELUSIKISIKI

Amapolisa acela uncedo loluntu ukuze kube nokufumaneka abarhanelwa abane nabayingozi abakholelwa ekubeni badibene kudubulo olwabulala isininzi…

IQELA LASENIGERIA LIZIVE LINGAKHUSELEKANGA E-LIBYA

Umbutho webhola ekhatywayo waseNigeria uthe uza kulibhabhisa iqela lesizwe libuyele ekhaya ngoMvulo emva kokutyholwa “ngokuphathwa kakubi”…